5
IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) Ukukhuselwa kwexesha lokufundisa Izikolo mazikhusele ixesha lokufundisa yaye zikuxhase ukufunda ngolu hlobo lulandelayo: A Bonke abafundi mababe sesikolweni befunda ngazo zonke iintsuku eziyi-198 (ziintsuku eziyi-202 kootitshala), ngokungqinelana nomgaqo nkqubo i-National Learner Attendance Policy ka-2010. A Ukufundisa kuqala ngosuku lokuqala lwekota nganye. A Ngosuku lokugqibela lwekota yesikolo, abafundi mababe sesikolweni iiyure ezintathu ubuncinane. Ootitshala balindeleke ukuba babe sesikolweni iiyure ezintlanu ubuncinane. A Makuqatshelwe elona nani lisezantsi leeyure zokufundisa kwibakala ngalinye (ezi yure aziquki amathuba eendibano zabafundi ndawonye (assemblies) nawokutya eProgram yoKutyiswa kwaBantwana Besikolo kaZwelonke) A Iihambo zesikolo zokufunda mazinxibelelane kwaye maziyiphucule ikharityhulam. Izicelo zeehambo zesikolo zokufunda mazingeniswe kumlawuli wesithili ubuncinane kwiiveki ezine ngaphambi kwaloo mhla wohambo ucetywayo. Iikota zesikolo zango-2020 Ikota yesikolo Iqala Iphele Inani leeveki Inani leentsuku zesikolo Eyokuqala 13 Januwari (kootitshala) 15 Januwari (kubafundi) 20 Matshi 10 50 (kootitshala) 48 (kubafundi) Eyesibini 31 Matshi 12 Juni 11 54 Eyesithathu 7 Julayi 18 Septemba 11 53 Eyesine 29 Septemba 2 Disemba (kubafundi) 4 Disemba (kootitshala) 10 49 (kootitshala) 47 (kubafundi) Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Cape Town Private Bag X9114, Cape Town 8000 https://wcedonline.westerncape.gov.za WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22 Safe Schools Call Centre: 0800 45 46 47 Uphuhliso looTitshala kuMsebenzi woKufundisa: Amathuba okufunda, oomasifundisane, iisemina neenkomfa ISebe i-WCED liya kubonelela ngamathuba okufunda ukuhlangabezana neemfuno zenkqubo yezemfundo, umzekelo, ukomelezwa kwekharityhulam, izifundo zobuchule kwiThekhinoloji yezeNgcaciso noNxibelelwano (i-ICT), imfundo eneemfuno ezizodwa neekhosi ezingobudlelane phakathi komqeshi nomqeshwa. Ii-ofisi zezithili ziya kupapasha uqeqesho oluya kuqhubeka ngeentsuku zesikolo (emva ko-15:00) nangeempelaveki. I-Cape Teaching and Leadership Institute (i-CTLI) iya kube iqhuba iqela leeprogram zoqeqesho, iisemina neenkomfa ngo- 2020. Iinkcukacha zala mathuba okufunda ziyakwahluka ngokwekhontenti yaye aya kuba ngoomasifundisane beeyure ezimbini ukuya kwiikhosi zeeveki ezimbini (ikhontenti zekharityhulam (zekhontenti nemethodoloji). Iinkalo eziya kufikelelwa ziquka iindidi zekhontenti yekharityhulam ye-General Education and Training (GET) ne-Further Education and Training (FET), uhlanganiso ne-ICT nekhosi zobunkokheli eziziindidi ezininzi kunye nekhosi yeeveki ezimbini engeendima nemisebenzi yeentloko zezifundo, eyamasekela- nqununu kunye neyeenqununu. Uludwe lweekhosi ezilindelekileyo nezinye izinto eziya kwenziwa luyafumaneka kwiziko lewebhu leSebe iiWCED apha: www.wcedctli.co.za. Iintlanganiso zeenqununu kwiisekethe: Kuya kubakho intlanganiso yesekethe ibe nye yeenqununu ngekota nganye neqala ngo-13:00 ngosuku oluchaphazelekayo. Oku kungalandelwa yintlanganiso yeforam yeenqununu zezithili. Imihla yeentlanganiso zango-2020 zeeForam zeeNqununu zePhondo yile ilandelayo: A 28 Februwari 2020 A 22 Meyi 2020 A 21 Agasti 2020 A 13 Novemba 2020 Iintlanganiso zezithili zeeforam zeenqununu zango-2020 ziya kucwangciselwa ukwenziwa phakathi kwale mihla ilandelayo: A 10 ne-14 Februwari 2020 A 4 ne-8 Meyi 2020 A 3 ne-7 Agasti 2020 A 26 ne-30 Oktobha 2020 Iiprogram/iziganeko zeZikolo eziKhuselekileyo Iiprogram zabafundi ziqhutywa liCandelwana leZikolo eziKhuselekileyo ngethuba leeholide zesikolo. Imihla yeeProgram zeHolide zeZikolo eZikhuselekileyo A 22 ukuya kwi-31 Januwari 2020 (IPhulo loKubuyela eSikolweni) A 23 ukuya kwi-27 Matshi 2020 A 15 Juni ukuya kwi-6 Julayi 2020 A 21 ukuya kwi-23 Septemba 2020 A 3 ukuya ku-11 Disemba 2020 Iiprogram zootitshala nezamabhunga olawulo zenziwa liCandelo leZikolo eZikhuselekileyo ngethuba leeholide zesikolo. Imihla yoqeqesho yeZikolo eZikhuselekileyo kwi-National School Safety Framework (NSSF), occupational health and safety (OHS), neyeekomiti zokhuseleko zesikolo (school safety committees (SSCs)), nosetyenziso gwenxa lweziyobisi (substance abuse(SA): A 23 ukuya kwi-24 Matshi 2020 A 15 ukuya kwi-26 Juni 2020 A 21 ukuya kwi-22 Septemba 2020 Iingxoxo ngoKhuseleko eZikolweni (School safety round-table discussions): A Edolophini – 9 Meyi 2020 A Emaphandleni –23 Meyi 2020 Iholide yezeNkolo Usuku Umhla I-Pesach (IPasika) ULwesine noLwesihlanu 9 ne-10 Apreli 2020 I-Pesach (IPasika) ULwesithathu noLwesine 15 ne-16 Apreli 2020 UMhla woNyuko (Ascension Day) ULwesine 21 Meyi 2020 I-Eid ul Fitr ICawa 24 Meyi 2020 I-Shavuot ULwesihlanu 29 Meyi 2020 I-Eid ul Adha ULwesihlanu 31 Julayi 2020 I-Yom Kippur UMvulo 28 Septemba 2020 I-Diwali UMgqibelo 14 Novemba 2020 Le shedyuli yemihla yeeprogram zoqeqesho, iintlanganiso, iimvavanyo neemviwo nemihla esikiweyo ebalulekileyo yezolawulo, ikhutshelwa ukunceda izikolo zicwangcisele u-2020. Ukuqwalaselwa kweMihla yezeNkolo ngo-2020 Uyacelwa uqaphele ukuba le mihla isenokutshintsha.

IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

  • Upload
    others

  • View
    5

  • Download
    0

Embed Size (px)

Citation preview

Page 1: IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED)

Ukukhuselwa kwexesha lokufundisa

Izikolo mazikhusele ixesha lokufundisa yaye zikuxhase ukufunda ngolu hlobo lulandelayo:

A Bonke abafundi mababe sesikolweni befunda ngazo zonke iintsuku eziyi-198 (ziintsuku eziyi-202 kootitshala), ngokungqinelana nomgaqo nkqubo i-National Learner Attendance Policy ka-2010.

A Ukufundisa kuqala ngosuku lokuqala lwekota nganye.

A Ngosuku lokugqibela lwekota yesikolo, abafundi mababe sesikolweni iiyure ezintathu ubuncinane. Ootitshala balindeleke ukuba babe sesikolweni iiyure ezintlanu ubuncinane.

A Makuqatshelwe elona nani lisezantsi leeyure zokufundisa kwibakala ngalinye (ezi yure aziquki amathuba eendibano zabafundi ndawonye (assemblies) nawokutya eProgram yoKutyiswa kwaBantwana Besikolo kaZwelonke)

A Iihambo zesikolo zokufunda mazinxibelelane kwaye maziyiphucule ikharityhulam. Izicelo zeehambo zesikolo zokufunda mazingeniswe kumlawuli wesithili ubuncinane kwiiveki ezine ngaphambi kwaloo mhla wohambo ucetywayo.

Iikota zesikolo zango-2020Ikota yesikolo

Iqala Iphele Inani leeveki

Inani leentsuku zesikolo

Eyokuqala 13 Januwari (kootitshala) 15 Januwari (kubafundi)

20 Matshi 10 50 (kootitshala)48 (kubafundi)

Eyesibini 31 Matshi 12 Juni 11 54

Eyesithathu 7 Julayi 18 Septemba 11 53

Eyesine 29 Septemba 2 Disemba (kubafundi) 4 Disemba (kootitshala)

10 49 (kootitshala)47 (kubafundi)

Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Cape TownPrivate Bag X9114, Cape Town 8000

https://wcedonline.westerncape.gov.za WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22

Safe Schools Call Centre: 0800 45 46 47

Uphuhliso looTitshala kuMsebenzi woKufundisa: Amathuba okufunda,

oomasifundisane, iisemina neenkomfa

ISebe i-WCED liya kubonelela ngamathuba okufunda ukuhlangabezana neemfuno zenkqubo yezemfundo, umzekelo, ukomelezwa kwekharityhulam, izifundo zobuchule kwiThekhinoloji yezeNgcaciso noNxibelelwano (i-ICT), imfundo eneemfuno ezizodwa neekhosi ezingobudlelane phakathi komqeshi nomqeshwa. Ii-ofisi zezithili ziya kupapasha uqeqesho oluya kuqhubeka ngeentsuku zesikolo (emva ko-15:00) nangeempelaveki.

I-Cape Teaching and Leadership Institute (i-CTLI) iya kube iqhuba iqela leeprogram zoqeqesho, iisemina neenkomfa ngo-2020. Iinkcukacha zala mathuba okufunda ziyakwahluka ngokwekhontenti yaye aya kuba ngoomasifundisane beeyure ezimbini ukuya kwiikhosi zeeveki ezimbini (ikhontenti zekharityhulam (zekhontenti nemethodoloji). Iinkalo eziya kufikelelwa ziquka iindidi zekhontenti yekharityhulam ye-General Education and Training (GET) ne-Further Education and Training (FET), uhlanganiso ne-ICT nekhosi zobunkokheli eziziindidi ezininzi kunye nekhosi yeeveki ezimbini engeendima nemisebenzi yeentloko zezifundo, eyamasekela-nqununu kunye neyeenqununu.

Uludwe lweekhosi ezilindelekileyo nezinye izinto eziya kwenziwa luyafumaneka kwiziko lewebhu leSebe iiWCED apha: www.wcedctli.co.za.

Iintlanganiso zeenqununu kwiisekethe: Kuya kubakho intlanganiso yesekethe ibe nye yeenqununu ngekota nganye neqala ngo-13:00 ngosuku oluchaphazelekayo. Oku kungalandelwa yintlanganiso yeforam yeenqununu zezithili.

Imihla yeentlanganiso zango-2020 zeeForam zeeNqununu zePhondo yile ilandelayo:

A 28 Februwari 2020 A 22 Meyi 2020 A 21 Agasti 2020 A 13 Novemba 2020

Iintlanganiso zezithili zeeforam zeenqununu zango-2020 ziya kucwangciselwa ukwenziwa phakathi kwale mihla ilandelayo:

A 10 ne-14 Februwari 2020 A 4 ne-8 Meyi 2020 A 3 ne-7 Agasti 2020 A 26 ne-30 Oktobha 2020

Iiprogram/iziganeko zeZikolo eziKhuselekileyo Iiprogram zabafundi ziqhutywa liCandelwana leZikolo eziKhuselekileyo ngethuba leeholide zesikolo. Imihla yeeProgram zeHolide zeZikolo eZikhuselekileyo

A 22 ukuya kwi-31 Januwari 2020 (IPhulo loKubuyela eSikolweni)

A 23 ukuya kwi-27 Matshi 2020 A 15 Juni ukuya kwi-6 Julayi 2020 A 21 ukuya kwi-23 Septemba 2020 A 3 ukuya ku-11 Disemba 2020

Iiprogram zootitshala nezamabhunga olawulo zenziwa liCandelo leZikolo eZikhuselekileyo ngethuba leeholide zesikolo.Imihla yoqeqesho yeZikolo eZikhuselekileyo kwi-National School Safety Framework (NSSF), occupational health and safety (OHS), neyeekomiti zokhuseleko zesikolo (school safety committees (SSCs)), nosetyenziso gwenxa lweziyobisi (substance abuse(SA):

A 23 ukuya kwi-24 Matshi 2020 A 15 ukuya kwi-26 Juni 2020 A 21 ukuya kwi-22 Septemba 2020

Iingxoxo ngoKhuseleko eZikolweni (School safety round-table discussions):

A Edolophini – 9 Meyi 2020 A Emaphandleni –23 Meyi 2020

Iholide yezeNkolo Usuku UmhlaI-Pesach (IPasika) ULwesine noLwesihlanu 9 ne-10 Apreli 2020

I-Pesach (IPasika) ULwesithathu noLwesine 15 ne-16 Apreli 2020

UMhla woNyuko (Ascension Day) ULwesine 21 Meyi 2020

I-Eid ul Fitr ICawa 24 Meyi 2020

I-Shavuot ULwesihlanu 29 Meyi 2020

I-Eid ul Adha ULwesihlanu 31 Julayi 2020

I-Yom Kippur UMvulo 28 Septemba 2020

I-Diwali UMgqibelo 14 Novemba 2020

Le shedyuli yemihla yeeprogram zoqeqesho, iintlanganiso, iimvavanyo neemviwo nemihla esikiweyo ebalulekileyo yezolawulo, ikhutshelwa ukunceda izikolo zicwangcisele u-2020.

Ukuqwalaselwa kweMihla yezeNkolo ngo-2020 Uyacelwa uqaphele ukuba le mihla isenokutshintsha.

Page 2: IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 • WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22

INgqungquthela ngoKhuseleko eZikolweni (School Safety Summit): A 17 ne-18 Julayi 2020

AmaBhaso i-Youth Service Learning Awards:

A 25 Julayi 2020

Ikhalenda yeBhunga eliMele aBafundi (RCLs)

Ukwaziswa ngomsebenzi (induction) kwee-RCLs ezintsha kucwangciselwe uFebruwari ukuya kuMatshi 2020. Zonke izikolo zikarhulumente ezinamaBakala 8 nangaphezulu mazinyule ootitshala abangamagosa oqhagamshelwano (teacher liaison officers (TLOs)) ngoSeptemba 2020. Ukunyulwa kwee-RCLs kuya kuqhubeka kwikota yesikolo yokugqibela ka-2020.

Iimvavanyo neemviwoIiMvavanyo zeNkqubo yeMfundo yeWCED (WCED Systemic Tests) (AmaBakala 3, 6 no-9)I-WCED iya kuqhuba iimvavanyo zenkqubo yemfundo kumaBakala 3, 6 no-9 ukususela nge-30 Septemba ukuya kwi-15 Oktobha 2020. Ezi mvavanyo ziya kwenziwa kwakusasa yaye ziya kuthatha usuku lwesikolo lube lunye.

Iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (i-NSC)Ukukhutshwa kweziphumo zeemviwo zeNSC zango-2019

8 Januwari 2020 (kuseza kuqinisekiswa)

AmaBhaso okuWonga aBafundi eNSC: 16 Januwari 2020 (kuseza kuqinisekiswa)

Iimviwo zeNSC zangoJuni zokuXabangela nezeSenior Certificate (SC)

4 Meyi ukuya kwi-12 Juni 2020(Imihla iseza kuqinisekiswa)

Ukuqeqeshwa kwabagadi babaviwa: 1 Agasti ukuya kwi-28 Septemba 2020

Ipraktikhali ye-Performing Arts 12 Agasti ukuya kwi-11 Oktobha 2020(kuseza kuqinisekiswa)

Umsebenzi okuMgangatho oFanayo weSifundo se-LO

31 Agasti 2020

Ipraktikhali ye-Visual arts and Design 7 ukuya kwi-19 ka-Oktobha 2020(kuseza kuqinisekiswa)

Iimviwo zepraktikhali zeNSC (CAT & IT P1)

13 ne-14 Oktobha 2020 (kuseza kuqinisekiswa)

Iimviwo zepraktikhali zeNSC 16 ne-17 Oktobha 2020 (kuseza kuqinisekiswa)

Iimviwo zango-2020 zeNSC 19 Oktobha ukuya kwi-27 Novemba 2020 (kuseza kuqinisekiswa)

Ukumakishwa kweemviwo zeNSC zango-2020

30 Novemba 2020 kwi-14 Disemba 2020(kuseza kuqinisekiswa)

Utshintsho lwezifundo

IBaka-la

Ekuvumeleke zitshintshwe

Umhla wokuvala kwezicelo

Ukufakwa kweenkcukacha kwi-CEMIS

Ukufakwa kwesibheno phambi komhla we-

IBkl 10

Zonke izifundo zeBkl 10 + isifundo se-8/9

30 Apreli 2020

IBkl 10

Ubuninzi bezifundo ezibini

30 Juni 2020

31 Julayi 2020 7 Agasti 2020

IBkl 11 Ubuninzi bezifundo ezibini

31 Matshi 2020

30 Apreli 2020

8 Meyi 2020

IBkl 12

Ubuninzi besifundo sibe sinye EKUPHELENI kweBkl 11

13 Disemba 2019

24 Januwari 2020

31 Januwari 2020

Akusayi kuvunyelwa ukutshintshwa kwezifundo kwiBakala 12.

Ukumodareyitha A IMisebenzi yoVavanyo ii-Performance Assessment Tasks iya

kumodareyithwa ngekota yokuqala neyesibini. A Ukumodareyithwa kwe-orali yeBakala 12 kuqala ngo-Agasti

2020. A Iimviwo zepraktikhali zeBakala 12 ziqala ngo-Agasti 2020. A Ukumodareyithwa kwenkqubo yoVavanyo oluQhubekela

eZikolweni (i-SBA) kwiPhondo kuya kuqhubeka ngoMeyi nangoSeptemba 2020.

Ukumodareyithwa Umhla osikiweyo

Ukumodareyithwa kwiphondo kweephotifo-liyo ze-SBA namanqaku ngemihla echaneke ngqo (iishedyuli nemihla echaneke ngqo iya kuthunyelwa ezikolweni)

27 ukuya kwi-29 Meyi 20202 ukuya kwi-4 Septemba 2020

Ukumodareyithwa liSebe leMfundo esiSise-ko (DBE) noUmalusi kweephothifoliyo ze-SBA zeBakala 12 ezikhethiweyo namanqaku (imihla yokugqibela emayingqinisiwe liSebe iDBE no-Umalusi)

Juni 2020Septemba 2020

Iminyinyiva/Ukuxolelwa kwiimvavanyo, izicelo zabafundi abavela kumazwe angaphandle, izicelo zokutshintshwa apha naphaya kwamaphepha needivayisi ezincedisa abafundi (assistive devices) (umzekelo ibreyili, ifonti enkulu, ii-audio tapes) ukwenzela abafundi abaneemfuno zemfundo ezizodwa:

Izicelo zeminyinyiva kwiimvavanyo namaphepha atshintswe apha naphaya

Umhla osikiweyo

EzamaBakala R–9: Zisaqhubeka esikolweni nakwinqanaba lesithili

Zisaqhubeka

EzamaBakala 10–11: Mazirekhodwe kwi-CEMIS engadlulanga u-Oktobha kunyaka womfundi weBakala 10/11. Akukho zicelo zitsha ziya kwamkelwa kwiBakala 12

Oktobha 2020

Izibheno zamaBakala 10 ukuya ku-11 Novemba 2020

Kwiimeko zamaphepha atshintshwe apha naphaya needivayisi ezincedisa abafundi (assistive devices) (umzekelo ibreyili, ifonto enkulu, ii-audio tapes njalo-njalo) kubafundi abaneemfuno zemfundo ezizodwa, izikolo (kuqukwa izikolo zeemfundo eneemfuno ezizodwa) mazizingqinisise zonke iimfuno zokutshintshwa apha naphaya kwamaphepha ungadlulanga owe-15 Matshi kwiBakala 12.

Izicelo zezibheno (ezimalunga nokupasa nokugqithela kwesinye isigaba zamaBakala 1–11 ngo-2019)

Umsebenzi Umhla

Umhla wokuvala wokufakwa kwezibheno ngabazali ngesiphumo somntwana malunga nokupasa kwanokudlulela kwesinye isigaba komfundi

17 Januwari 2020

Inqununu yazisa isiphumo sesibheno abazali ngencwadi ebhaliweyo

24 Januwari 2020

Izikolo zinika abaphathi beesekethe irejista yezibheno

27 Januwari 2020

Umhla wokuvala kubazali abangonelisekanga ziziphumo zezicelo zezibheno zabo, mabafake izicelo zezibheno kumlawuli wesithili

29 Januwari 2020

Ukugqitywa kwazo zonke izibheno 15 Februwari 2020

Iimvavanyo zangaphakathi

AmaBakala 4 ukuya ku-6Izikolo ezifundisa amaBakala 4 ukuya ku-6 akuvumelekanga ukuba ziqale iimviwo zazo phambi kwe-27 Meyi 2020 ne-18 Novemba 2020.

Page 3: IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 • WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22

AmaBakala 7 ukuya ku-9Izikolo ezifundisa amaBakala 7 ukuya ku-9 akuvumelekanga ukuba ziqale iimviwo zazo phambi kwe-25 Meyi 2020 ne-16 Novemba 2020.

AmaBakala 10 ukuya ku-12 Izikolo ezifundisa amaBakala 10, 11, no-12 (apho kufanelekileyo) akuvumelekanga ukuba ziqale iimviwo zazo phambi kwe-20 Meyi 2020 ne-10 Novemba 2020.

Bonke abafundi kufuneka ngokomthetho bahambe isikolo ngethuba lonke kuqhubeka nayiphi na iprogram yovavanyo okanye yoviwo, ngaphandle kwabafundi beBakala 12, abaya kuba nelungelo lokusebenzisa iintsuku ezintlanu zokufunda phambi kokuqala kweemviwo zeNSC zokuphela konyaka.

Iimviwo zokuzivavanya (trial examinations) zangoSeptemba zeBakala 12Kufuneka ezi mviwo zingaqali ngaphambi kwe-24 Agasti 2020. Makucwangciswe iiseshoni ezimbini zoviwo ngosuku ngalunye, nanini na apho kunako ukwenzeka. Onke amanye amabakala aya kuba exakeke ziimvavanyo zangaphakathi.

Ukufakwa kwikhompyutha kweNdlela aQhuba ngayo uMfundi kwizifundo (Online submission of learner performance)Ngo-2020 ziya kucelwa izikolo kwakhona zifake ingcaciso yazo yekota ngomfundi ngamnye: Izikolo kuya kufuneka zingenise ingcaciso yendlela aqhuba ngayo umfundi kwizifundo kwisistim yeCEMIS ngale mihla ilandelayo:Ikota 1: Ukuqalwa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 11 Matshi 2020 Ukugqitywa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 6 Apreli 2020

Ikota 2: Ukuqalwa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 8 Juni 2020 Ukugqitywa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 13 Julayi 2020

Ikota 3: Ukuqalwa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 14 Septemba 2020 Ukugqitywa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 5 Oktoba 2020

Ikota 4: Ukuqalwa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yokuqhuba komfundi: 16 Novemba 2020 Ukugqitywa kokufakwa kwikhompyutha kwedatha yoKuqhuba koMfundi: 11 Disemba 2020

IziCwangciso zoPhuculo lweSikolo (ii-SIP) nezeNkqubo yokuBeka eSweni uPhuculo lweSikolo (ii-SIM)

Umsebenzi Umhla osikiweyo

Izikolo zigqiba ii-SIP zazo zango-2020 14 Februwari 2020

Ukusayinelwa kwee-SIP ngo-2020 ngabaphathi beeSekethe neenqununu

28 Februwari 2020

Makuzaliswe iingxelo zekota i-SIM zango-2020 kwisistim ye-CEMIS yaye zisayinelwe yinqununu nomphathi wesekethe kwiikopi ezimbini eziprintiweyo ezigcinelwe iinjongo zophicotho-zincwadi (enye esikolweni enye kwi-ofisi yesithili)

18 Matshi 202010 Juni 202016 Septemba 202013 Novemba 2020

Ukusayinelwa zizikolo kwe-SIP ka-2021 eyidrafti 25 Septemba 2020

ISaveyi i-Customer Satisfaction Survey 2020: Ukuvalwa kwesixhobo kwikhompyutha (online tool)

17 Julayi 2020

Imihla yenkqubo yolawulo lwentsebenzo

Umsebenzi Umhla osikiweyo

Amanqaku okwandlalela (kootitshala abatsha) 13 Matshi 2020

Ukungeniswa kwamanqaku e-SPMDS abasebenzi benkonzo karhulumente kwii-ofisi zezithili

17 Apreli 2020

Ukufakwa kweemvumelwano zentsebenzo zabasebenzi benkonzo karhulumente kwi-PERMIS.

15 Meyi 2020

Ukugqitywa kovavanyo olushwankathelayo (summative evaluation), uluhlu lwamalungu e-SDT kwanezicwangciso zokuphucula ootitshala (educator improvement plans) (ii-EIP).

9 Oktobha 2020

Ukugqitywa kwerivyu zaqho ngeenyanga ezi-6 (six-monthly reviews) kwi-PERMIS zabasebenzi benkonzo karhulumente kwii-ofisi zezithili

23 Oktobha 2020

Ukungeniswa kweengxelo zokumodareyithwa kwangaphakathi kwinkqubo yokuhlola intsebenzo i-IQMS evaluation process kwii-ofisi zezithili

23 Oktobha 2020

Ukungeniswa kwee-Summary Composite Score Sheets: Summative Evaluation (QA 7) kwii-ofisi zezithili. Izikolo maziyithobele imihla yokungeniswa koku kwii-ofisi zezithili

Ukususela kwi-26 Oktobha 13 Novemba 2020

UKusayinelwa kwe-Quarterly attendance (CEMIS)

IKota 1 IKota 2 IKota 3 IKota 4

Imihla esikiweyo kuzo zonke izikolo ezine-School Administrative Management (SAMS) system ukungenisa idatha

20 Matshi 2020

12 Juni 2020

8 Septemba2020

2 Disemba2020

ZONKE iinqununu zisay-inela ii-Quarterly Absen-teeism kwi-CEMIS

31 Matshi 2020

8 Julayi 2020

30 Oktobha2020

3 Disemba 2020

Abaphathi beesekethe basayinela ii-Quarterly Learner Attendance Record (QLAR)

3 Apreli 2020

10 Julayi 2020

3 Novemba2020

7 Disemba2020

***I- Quarterly Absenteeism iyafumaneka ukwenzela ukusayinwa ziinqununu ukususela ngosuku lokugqibela kwikota nganye

Imihla ebalulekileyo yezolawulo yango-2020

Umsebenzi Umhla osikiweyo

ISaveyi eQuphayo yeSebe iWCED yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo neyezikolo ezizimeleyo

28 Januwari 2020(Usuku lwe-10 lwesikolo)

Ukungeniswa kwezicelo zokumakishwa kwakhona nokutshekishwa kweencwadi zeempendulo zoviwo lweNSC

29 Januwari 2020

Ukungeniswa kweengxelo ii-WCED 043 semester reports zethuba elisusela kwi-01 Julayi ukuya kwi-31 Disemba kwii-ofisi zezithili

30 Januwari 2020

Umhla wokuvala ukubhalisela iimviwo zeBakala 12 zangoJuni

1 Februwari 2020

Ukungeniswa kwezicelo zabasebenzi bakarhulumente zokwenza umsebenzi ohlawulelwayo ngaphandle kwenkonzo karhulumente (remunerative work outside the public service (RWOPS) ngo-2020 nango-2021 kwiCandelo loLawulo lwaBasebenzi ngoBuchule (abaqeshwa baya kufumana iimpendulo ekupheleni kukaMatshi 2020)

31 Matshi 2020

Page 4: IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 • WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22

ISaveyi yaQho ngoNyaka yeSebe iWCED kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezikolo ezizimeleyoISaveyi yaQho ngoNyaka yeSebe iWCED yamaziko ophuhliso lwabasaqalayo (ECD centres) ISaveyi eQuphayo yeSebe iWCED yezikolo zikarhulumente zemfundo eneemfuno ezizodwa nezikolo ezizimeleyo

15 Matshi 20203 Matshi 2020 (kuLwesibini woku-1 ngoMatshi)

Umhla wokuvala ukubhalisela iimviwo zeNSC zango-2020

15 Matshi 2020

Umhla wokuvala kwizicelo zokumakishwa kweemviwo zeNSC zango-2020

15 Matshi 2020

Ukungeniswa kwezicelo zokwandiswa kunye/okanye zokuncitshiswa kwekharityhulam kwii-ofisi zezithili ngo-2021

20 Matshi 2020

Ukufakwa kwedatha yamalungu asanda kunyulwa e-School Assessment Irregularity Committee (SAIC)

26 Matshi 2020

Ukungeniswa kweetheyibhili zethutyana (provisional tables) kwii-ofisi zezithili ezibonisa amanani:a) Ezicelo eziqwalaselweyo zokuxolelwa kwabazali

ekuhlawuleni iifizi zesikolob) Azo zonke izicelo ezivunyiweyoc) Ezicelo zokuxolelwa ngokuyinxenye ezivunyiweyo

kunyed) Nezicelo ezingavunywanga

Kwikota yokuqala yesikolo okanye phambi kokuphela kwayo

Ukufakwa kwikhompyutha kwengcaciso engembuyiselo yentlawulo yokuxolelwa kwezikolo ekuhlawuleni iifizi

1 Apreli 2020

Ukungeniswa kwezatifikethi ii-Section 18A donation tax certificates kwii-ofisi zezithili

15 Apreli 2020

Ukuhlaziywa kwikhompyutha kwamalungu ebhunga lolawulo anyuliweyo (kwizikolo ebezinonyulo lovalo-sikhewu lwamalungu kunye/okanye lokunyulwa kwamalungu angabazali (co-option of parents)

24 Apreli 2020

Ukusayinelwa kwi-CEMIS kwezikolo ukulungiselela imbuyiselo yeentlawulo zokungahlawulisi iifizi

30 Apreli 2020

Imbuyiselo yeentlawulo yokuxolelwa ukuhlawula iifizi: Izikolo zingenisa ingcaciso ephicothiweyo (audited) kumphathi wesekethe ochaphazelekayo kwi-ofisi yesithili nokuvalwa kweCEMIS ukwenzela zonke izikolo

29 Meyi 2020

Ukungeniswa kweengxelo-mali eziphicothiweyo (audited annual financial statements) neeshedyuli eziyimfuneko ezichaphazelekayo zango-2019 kwii-ofisi zezithili

30 Juni 2020

Ukusayinelwa kweerejista zabafundi zamaBakala 3, 6 no-9 kwinkqubo yovavanyo iWCED Systemic Tests kwiCEMIS

24 Julayi 2020

Ukungeniswa kweengxelo ii-WCED 043 semester reports zethuba elisusela kwi-01 Januwari ukuya kwi-30 Juni kwii-ofisi zezithili

30 Julayi 2020

Ukungeniswa kwezicelo ze-Section 38A applications 3 Agasti 2020

Izikolo zizalisa isixhobo sovavanyo sebhunga lolawulo i-governing body evaluation tool kwiCEMIS

1 Agasti ukuya kwi-30 Septemba 2020

Ukungeniswa kwikhompyutha kwezicelo zezithuba zengqesho ezongezelelweyo nezekharityhulam

31 Agasti ukuya kwi-18 Septemba 2020 KUNYE ne-11 ukuya kwi-25 Januwari 2021

ISaveyi yaQho ngoNyaka yeSebe iWCED yeZikolo zeMfundo eneeMfuno eziZodwa

3 Septemba 2020 (NgoLwesine woku-1 kuSeptemba)

Imbuyiselo yeentlawulo yokuxolelwa ukuhlawula iifizi: ISebe iWCED lazisa izikolo ngesixa zembuyiselo eziza kukhutshwa

30 Septemba 2020

Ukufakwa kwamanqaku eSBA eBakala 12 kwimakhishithi eziveliswe yikhompyutha (computer-generated mark sheets)

Oktobha 2020

Ukufakwa kwiCEMIS kweeNgxelo zokuGcinwa nokuBuyiselwa kweeNcwadi zeZifundo ngaBafundi

4 Novemba ukuya kwi-04 Disemba 2020

Izikolo zikulungele ukufakwa kwikhompyutha kwedatha yokupasa nokudlulela kwesinye isigaba kwabafundi

6 Novemba 2020

Ukungeniswa kweetheyibhili zokugqibela (finalo tables) kwii-ofisi zezithili ezibonisa amanani:a) Ezicelo eziqwalaselweyo zokuxolelwa kwabazali

ekuhlawuleni iifizi zesikolob) Azo zonke izicelo ezivunyiweyoc) Ezicelo zokuxolelwa ngokuyinxenye ezivunyiweyo

kunyed) Nezicelo ezingavunywanga

30 Novemba 2020

Ukungeniswa kwebhajethi yesikolo ka-2021 kwii-ofisi zezithili

1 Disemba 2020

Ukufakwa kwiCEMIS kwedatha yokupasa nokudlulela kwabafundi kwesinye isigaba (izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo, ezemfundo eneemfuno ezizodwa kwakunye naMaziko e-ECD

Kude kube ngowe-01 Disemba 2020

IMimiselo neMigangatho yoLwabiwo-mali (N&S) yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo (kuqukwa neBakala R namaziko eBakala R azimeleyo)

Isabelo esandulelayo seN&S sonyaka-mali ka-2020/21 sezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo (kuqukwa neBakala R) namaziko eBakala R azimeleyo, sipapashwa kwi-CEMIS

30 Septemba 2019

Isabelo seN&S sokugqibela sonyaka-mali sezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo (kuqukwa neBakala R) namaziko eBakala R azimeleyo, sipapashwa kwi-CEMIS

16 Matshi 2020

Intlawulo yesabelo se-N&S yokuqala ehlawulwa ngomatshini neentlawulo zamabango eBakala R yonyaka-mali ka-2020/21

15 Meyi 2020

Intlawulo yesabelo se-N&S sesibini esihlawulwa ngomatshini nentlawulo yamabango eBakala R yonyaka-mali ka-2020/21 nembuyiselo yezikolo ngokungahlawulisi zifizi

15 Novemba 2020

Izibonelelo ezincedisa ukufunda nokufundisa (ii-LTSM)Ukuthengwa kwee-LTSM, ngokukodwa iincwadi zezifundo, izinto zokubhala zabafundi nezibonelelo zokufunda zaselayibrari (iincwadi/izinto eziprintiweyo, ezizii-audio-visuals nee-e-Resources), mazithathelwe ingqalelo eyodwa ukwenzela ukuba abafundi bangadleleleki. Makuqatshelwe le mihla ilandelayo ngokumalunga noku:

Makungeniswe ii-WCED 032 forms kwaNdlunkulu (zizikolo ezingekho phantsi kweSiqendu 21 kuphela)

27 Matshi 2020

Uku-odolwa kwikhompyutha kwezinto zokubhala nezinto zokucoca: (zizikolo ezingekho phantsi kweSiqendu 21 kuphela)

4 ukuya kwi-15 Meyi 2020nange-4 ukuya kwi-07 Agasti 2020

Uku-odolwa kwikhompyutha kweencwadi zezifundo zokongezelela zeCAPS

25 Meyi ukuya kwi-5 Juni 2020

Ifanitshala nezixhobo Umhla osikiweyo

Izikolo zingenisa iirikhwizishini (WCED 026A & 026B) zefanitshala yezikolo nezixhobo zee-ofisi zezithili:

7 Februwari 2020

Page 5: IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 › webroot › files › IKHALENDA YOKU… · IKHALENDA YOKUCWANGCISELA IZIKOLO NGO-2020 ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ... I-WCED

Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 • WCED Client Services Call Centre: 0861 92 33 22

Ii-ofisi zezithili zingenisa iilisti emakuqalwe ngazo zefanitshala nezixhobo kwiCandelo eliyiNtloko leZithili:

28 Februwari 2020

Ukungeniswa kwe-inventri yefanitshala nezixhobo ezichithiweyo nemizuzu yentlanganiso yekomiti yokuchithwa kwempahla (disposal committee)

28 Agasti 2020

IZikim zoThutho lwaBafundi (ii-LTS) Umhla osikiweyo

Izikolo zingenisa kubaphathi beesekethe izicelo zeendlela ezintsha zeLTS, eziya kuqala ngoJanuwari 2021

31 Julayi 2020

Izikolo zingenisa izicelo ezitsha (zango-2021) zabafundi abongezelelweyo kubaphathi beesekethe

31 Julayi 2020

Ukuqeshwa kootitshala nezithuba ezabelwe amaziko (staff establishments)Imihla aya kufumaneka ngayo amanani ezithuba ezabelwe amaziko.

Amanani ezithuba zootitshala ezabelwe izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo ngo-2021

21 Agasti 2020

Amanani ezithuba zootitshala ezabelwe izikolo zikarhulumente zemfundo eneemfuno ezizodwa ngo-2021

30 Agasti 2020

Amanani ezithuba ezabelwe abasebenzi benkonzo karhulumente kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo ngo-2021

30 Oktobha 2020

Amanani ezithuba ezabelwe abasebenzi benkonzo karhulumente kwizikolo zikarhulumente zemfundo eneemfuno ezizodwa ngo-2021

30 Oktobha 2020

Imihla yopapasho lwezintlu zezithuba: A Uluhlu Lwezithuba 1: 17 Februwari 2020 A ULuhlu Lwezithuba 2: 1 Juni 2020 A ULuhlu Lwezithuba 3: 7 Septemba 2020

Imihla yokwamkelwa kwezicelo zabafundi ezikolweni ngo-2021

Izikolo zingqinisisa zize zisayinele amanani obhaliso acwangciswe ekhompyutheni kwi-CEMIS

3 ukuya kwi-6 Februwari 2020

Umhla wokuvulwa kokwamkelwa kwabafundi ezikolweni (zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo)

17 Februwari 2020

Umhla wokuvalwa kokwamkelwa kwabafundi ezikolweni (zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo)

17 Matshi 2020

Izikolo zigqiba yaye zisayinele zonke iziphumo zezicelo

11 Meyi 2020

Abazali baziswa ngeleta ngeziphumo zezicelo zabo

15 ukuya kwi-22 Meyi 2020

Abazali bangqina ukwamkelwa kwabo zizikolo ungadlulanga umhla we-

5 Juni 2020

Izikolo zizalisa izithuba ezifumanekayo 6 Juni ukuya kwi-24 Julayi 2020

Izithili ziphendula kubazali ngabafundi abangafakwanga zithubeni

Ukuphela kweKota yesi-3

Izikolo zingqinisisa amanani obhaliso Emva kokusayinelwa kweengxelo zokupasa nokugqithela kwesinye isigaba

Ukutyelelwa ngabasebenzi bee-ofisi zezithili (inani lamathuba nohlobo lotyelelo)Ii-ofisi zezithili ziya kunika zonke izikolo irosta yokutyelelwa kwazo kwangethuba ngexesha elifanelekileyo.

Iinkcukacha zoqhagamshelwano zee-ofisi zezithili

I-ofisi yesithili Inombolo yefoni

I-Metro North 021 938 3000

I-Metro Central 021 514 6700

I-Metro South 021 370 2000

I-Metro East 021 900 7000

I-West Coast 021 860 1200

I-Cape Winelands 023 348 4600

I-Overberg 028 214 7300

I-Eden ne-Central Karoo 044 803 8300