Upload
phungnhu
View
348
Download
36
Embed Size (px)
Citation preview
nezemiDlalo
ImiCimbi yeNkcubeko
UrhulumenteweNtshona Koloni
IsiGama esiLwimi-mbini soRhulumenteweNtshona Koloni IsiNgesi-isiXhosa
Isebe leMicimbi yeNkcubeko neMidlalo: iiNkonzo zeeLwimi /Department of Cultural Affairs and Sport: Language Services
WESTERN CAPE LANGUAGE COMMITTEE
IKOMITI YEELWIMI YASENTSHONA KOLONI
WES-KAAPSE TAALKOMITEE
IMBULA-MBETHE
1
UNelson Mandela wake wathi ngenye imini
URhulumente weNtshona Koloni uwuthathelaingqalelo umba wokuba izakhono zolwimi yintoenqabileyo nedinga ukuphuhliswa ukuze loRhulumente akwazi ukufezekisa uxanduva lwakhelokukhuthaza ukusetyenziswa kweelwimi ezininzi;ukuxhasa ukuphathwa ngokulinganayo kwesiBhulu,isiXhosa nesiNgesi; kwanokuphuhlisa ii lwimiezazifudula zisengelwa phantsi.
Ngaphezu koko ke, singulo Rhulumente sizibopheleleekuqhubeleni phambili nomba wokutshintsha isimosentlalo yoluntu lwethu nto leyo ifunisa ukuba
siqhube nokuququzelela
, ukukhuthaza , ukukhuthaza
kwanokubhiyozela
ukuze siphakamise izinga .
Le ncwadana yesigama sesiXhosa esithathelwakwisiNgesi (isiNgesi-kwisiXhosa) ifezekisa okukuchazwe ngasentla ngokugunyazisa amagamaesiXhosa amatsha ukuze abe nokusetyenziswangoosozi lwimi abasebenzela uRhulumenteweNtshona Koloni nangamanye amaqela anomdla.Esi sixhobo sidingeka kangaka senza isisekosokukhuliswa kweelwimi ngokulinganayo kwaye
“If youtalk to a man in a language he understands, thatgoes to his head. If you talk to him in his language,that goes to his heart,” ntetha leyo iguquleleka lulangokuthi “Xa uthetha nomntu ngolwimi aluvayo, okokuya engqondweni yakhe. Xa uthetha nomntungolwimi lwakhe, oko kuya entliziyweni yakhe.”
ukumiswa kwezinto
ngokutsha uxolelaniso
iinkcubeko zethu ezahlukeneyo
lonikezelo ngeenkonzo
sinyanzelisa ukuba isiXhosa sibe nokusebenziseka.
Kubalulekile ukuphawula ukuba ulwimi yeyonandlela isebenzayo yokuba uluntu lukwaziukusebenzisana. Le ncwadana ke iza kwenza indimaebaluleki leyo ukuvala umsantsa phakathikwabathetha isiNgesi nabathetha isiXhosa,ngaphezu koko iza kukhuthaza ukwamkelana
.
UMphathiswa weMicimbi yeNkcubeko neMidlaloUrhulumente weNtshona Koloni
ngokweenkcubeko ezahlukeneyo
Gqr IH Meyer
2
“If you talk to a man in a language he understands,that goes to his head. If you talk to him in hislanguage, that goes to his heart.” Nelson Mandela
The Western Cape Government recognises thatapplied language skills are scarce skills that need tobe nurtured in service of achieving its mandate: topromote multilingualism; to support equal treatmentfor Afrikaans, isiXhosa and English; and to furtherdevelop indigenous languages which havehistorically been marginalised.
Furthermore we are committed to actively driving anagenda of social change which entails that we
continue to facilitate , promote the principles
of , promoting and celebrating our
and to enhance .
This pocket-size English-isiXhosa terminology bookletdelivers on the above by providing standardisedisiXhosa terminology for language practitioners in theWestern Cape Government and other interestedparties. This much needed tool will lay the platform forgreater language equity and foster an appreciationfor isiXhosa.
Language is also the most effective way forcommunities to reach out to each other. This bookletwill play an important role in building the bridge
redress
reconciliation
diversity delivery
FOREWORD
3
between English and IsiXhosa speakers but more
importantly it will promote .
Minister of Cultural Affairs and SportWestern Cape Government
cultural warmth
Dr IH Meyer
4
IMIBULISO ETYUMBAYO
MaXhosa akowethu, ndivumeleni ndenze amazwiombulelo kwaba balandelayo nabenze lo msebenziwaba yimpumelelo.
Ndenza umbulelo kwiQonga looSozilwimi lePhondo(PLF) ngokuzidina iminyaka ephantse idluleesihlanwini kuveliswa esi sigama. Ndibulelangokungazenzisiyo kusihlalo weli qonga, uNkszPamela Ntlokwana.
Ndibulela kwikomiti yophuculo lwesigama sesiXhosayeNtshona Koloni ngokuwa ivuka iphucula esisigama; isihlakuhlakula isihla amahlongwanephezulu – iinto zooLungile Fihla, Vuyani Nkunzi,Lwandile Maswana, Nocawe Marala, NomawethuTshona.
Ndibulela kwi-ofisi yePanSALB yePhondo leNtshonaKoloni, phantsi kweliso likaGqirha-lwazi NomfundoMali, ngokubonelela ikomiti yophuculo lwesigamasesiXhosa ngendawo yokusebenzela nangenkxasoebidingeka ngamaxa eentlanganiso.
Ndibulela kwiKomiti yeeLwimi yePhondo leNtshonaKoloni, phantsi kosihlalo wayo uNjinga-lwazi RajendraC h e t t y , n g o k u b o n e l e l a n g e n k x a s o - m a l iyokushicilelwa kwale ncwadana nangokubeka ilisokulo msebenzi.
Ndibulela uGqirha-lwazi Monwabisi Ralarala weCPUTnesicaka sesizwe esidala uGqirha-lwazi ZanemvulaZotwana ngokubamba itewu nokubhexeshainkqubo ngelixa loqinisekiso nogunyaziso lwesisigama ngoosozilwimi bePhondo.
5
Ndenza umbulelo ongazenzisiyo kwiingcalinabathandi bolwimi isiXhosa ngegalelo labo ngelixalokuqinisekiswa nokugunyaziswa kwesi sigamangoosozilwimi bePhondo.
Ndithi ngxatsho ke zitshaba, mathol' anyonga-ndekukudlelana. Olu lwimi lolwethu. Ukuwa nokumakwalo kukuthi. Masitsaleni ngaxhadi linye kesiphuhlise ulwimi lwethu. Malingajongiswa umetyisoezantsi ulwimi lwethu sikhona; le imihla yeyethu,nezinto zayo ke zezethu.
Owenu kulwimi isiXhosa
Xolisa Tshongolo
Usihlalo wophuculo lwesigama sesiXhosa
IiNkonzo zeeLwimi: uGuqulo-lwimi
URhulumente wePhondo leNtshona Koloni
6
abolition
absolute majority
abstention
abuse
access
acknowledgement
account enquiries
accountable
accounting (imali)
accounting officer
accredited
accredited certificate
ukutshitshisa, ukuphelisa
isininzi esigqibeleleyo
ukungazibandakanyi kokuthile
ungcungcuthekiso, impatho-gadalala , uxhatshazo,impatho-mbi
ukufikelela, ukufikeleleka, ufikelelo
ingqalelo, ubungqina, umbulelo
imibuzo ngee-akhawunti, imibuzo ngamatyala
ukuba phantsi kolawulo, ukuba noxanduva, uxanduvalokuphendula, ukunika ingxelo
ucwangciso-mali
igosa elinika ingxelo, igosa elinoxanduva lokuphendula
-vunyiwe(yo), -gunyazisiwe(yo)
isiqinisekiso esivunyiweyo, isigunyaziso
ActuMthetho (wokuthile)
A
7
Act of parliament
acting chief: provincial traffic
ad hoc
adapted
additional appropriation
adjustment estimates
address
administration
administration clerk: expenditure
administration clerk: personnel
administration clerk: purchases
administration officer: personnel
uMthetho wepalamente
ibambela-ntloko lezeendlela kwiphondo
-exeshana, thutyana, -okuthile
-lungisiwe(yo), -lungiselelwe(yo), -qhelanisiwe(yo)
ulwabiwo-mali olongezelelweyo
uhlenga-hlengiso loqikelelo-mali, ulungelelwanisoloqikelelo-mali
idilesi, iadresi, -qwalasela, -azisa, -biza
ulawulo, iofisi yolawulo, icandelo lolawulo, umsebenziweofisi
umabhalana wolawulo lwenkcitho-mali
umabhalana wolawulo lwezabasebenzi
umabhalana wolawulo lweentengo
igosa lolawulo lwezabasebenzi
8
9
administration officer: support
administrative office
administrative secretary
administrative services
administrator
admission
admission fee
admissions
adoption
adult education
advisory committee
audit charter
igosa lolawulo lweenkonzo zenkxaso
iofisi yezolawulo
unobhala wezolawulo
iinkonzo zolawulo
umlawuli
ulwamkelo, ulaliso (ngokwasesibhedlele)
amangeno
iinkcukacha zabalaliswayo, iinkcukachazabangeniswayo, uluhlu lwabangeniswayo,abavunyiweyo, abamkelweyo
ulwamkelo, ukukhulisa, ukukhulisa umntwanaongengowakho, ukukhulisa umntwananjengowakho, ubuzali obunikwa ngumthetho
imfundo yabadala
ikomiti yeengcebiso
umqulu wophicotho-zincwadi, itshatha yophicotho-zincwadi
affirmation
affirmative action
African Renaissance
Afrocentric
agent
agricultural black economic empowerment (AgriBEE)charter
agricultural engineering
agriculture
agriculture, planning and tourism
AIDS action: until it's over
air conditioner
ukubuyekeza, ukuqinisekisa
ubonelelo lwababekade behlelelekile, inkquboyokukhawulelana nabo babengenamalungelongaphambili
ukuvuselelwa kweAfrika, uvuselelo lobuAfrika
into emvelaphi yayo iseAfrika, into esekelwekubuAfrika
iarhente, -mgunyaziswa
umqulu wokuxhotyiswa kwabamnyama kuqoqosholwezolimo, isibhambathiso sokuxhobisa abamnyamakuqoqosho lwezolimo
ubunjineli kwezolimo
ezolimo
ulimo, ucwangciso nokhenketho
amanyathelo ajolise ekupheliseni ugawulayo
isipholisi-moya, isifudumezi-moya, isihuhuzi-moya,isivangi-moya
10
alien vegitation
alleged offender
allocation of points
allocation of posts
allowance
ambassador
amendment
Amendment Act
Amendment Bill
amenities
anaesthetist
anguish
annexure
utyani lwamazwe angaphandle
umtyholwa, obekwa izityholo
ukunikwa kwamanqaku, ulwabiwo lwamanqaku
unikezelo lwezithuba, ulwabiwo lwezithuba
isithabathaba
unozakuzaku
isilungiso, isihlomelo
uMthetho owenza iZilungiso, uMthetho-sihlomelo
uMthetho owenza iziLungiso osaYilwayo, uMthetho-sihlomelo osaYilwayo
amaziko oncedo, izilungiselelo
ugqirha wolaliso-zivo
usizi
isihlomelo
11
annual report
anxiety
appeal
appellate division
applicable farming experience
appointment secretary
Appropriation Bill
appropriation vote
arbitration
arbitrator
architect
archive
area mechanical engineer
ingxelo yonyaka
udandatheko, inkxalabo
isibheno
icandelo lezibheno
amava asebenzisekayo kwezolimo
unobhala wamadinga
uMthetho woLungelelwaniso loLwabiwo-malioSayilwayo
ivoti yolungelelwaniso lolwabiwo-mali
ulamlo
umlamli
umyili-zakhiwo
uvimba wogcino-mpepha ezibalulekileyo, ulondolozolweenkcukacha ezibalulekileyo
injineli yoomatshini yecandelo
12
assasination
assets
assessment
assistant director
assistant director: nursing
associated psychiatric hospitals
asteroid
asteroid belt
asthma room
atmosphere
atmospheric pressure
attorney-general
audiometry
ugwinto lwezopolitiko, ugetyengo lwezopolitiko,ugwinto loosaziwayo
impahla yexabiso, izinto zexabiso, iiasethi
ukunika ixabiso, uhlolo, ukuvavanya, ukuvandlakanya
umncedisi-mlawuli
umncedisi-mlawuli kwezokonga
izibhedlele zezifo zengqondo ezimanyanisiweyo
uwalakahla lwamatye ajikeleza ilanga
uwalakahla lwamatye asemajukujukwini
igumbi lombefu, igumbi labagula ngesifuba
umoya ogubungele umhlaba, isimo, imeko,iatmosfera
uxinzelelo lomoya ongqonge umhla
umtshutshisi-jikelele, igqwetha lenkundla jikelele
iodiyometri
13
attention
average
audit
auditor
auditor-general
audit opinion
audit queries
audit report
auditorium
autoclave room
autoclaves
auxiliary services
award
mayinikwe, ingqalelo
umyinge, umndilili, phakathi nje
phicotha, phengulula
umphicothi-zincwadi, umphengululi-zincwadi
umphicothi zincwadi-jikelele
ingxelo yomphicothi-zincwadi, uluvo lomphicothi-zincwadi
imibuzo yomphicothi-zincwadi
ingxelo yomphicothi-zincwadi
iholo elungiselelwe ukuthetha kubantu abaninzi,iodithoriyam
igumbi lomphunga wokucoca
iionti zezixhobo zotyando
iinkonzo zoncediso
imbasa, ibhaso, iwonga, ugwetyelo
14
basin precinct plan
balcony projection
beneficiaries
bid adjudication committee
billboard sign
Bill of Rights
Bill introduction
bona fide
bosberaad
Board of Trustees
board room
boiler room
isicwangciso sesidibi esibiyelweyo
ibhalkhoni ephokosheleyo, ibhalkhoni eveleleyoesakhiweni, ibhalkhoni ephongomileyo
abaselungelweni, abaxhamli
ikomiti yabagwebi bobizo-maxabiso, ikomiti ethabathaizigqibo kubizo-maxabiso
ibhodi yeentengiso
uMqulu waMalungelo oLuntu
Ukwaziswa koMthetho osaYilwayo, ukungeniswakoMthetho osaYilwayo
-oqobo, -nyanisekileyo, -enene
intlanganiso yocwangciso-qhinga ehlalwa ngaphandle
iBhodi yaBathenjwa, iBhodi yooTrasti
igumbi leentlanganiso
igumbi lobiliso, igumbi lebhoyilari
B
15
Boland Region
bottleneck
boundary pegs
bowel movement
branch: transport and works
brailler
braille trail
brief
briefing
bridging the gap
brochure
budgeting
budget allocation
uMmandla weBholani
ubambezelo, ingxinano
iziphawuli-mhlaba, oonocanda, amatye emida
ukunya, ukutuwa, ukuzithuma, ukukaka
isetyana lezothutho nemisebenzi
isixhobo sokubhala sabangaboniyo, ibreyile
ubhalo lwabangaboniyo
umyalelo
inkcazelo, ingcaciso, ingxelo
ukuvala isikhewu, ukuvala umsantsa
incwadana yesibhengezo-saziso,
uhlahlo-mali, uhlahlo lwabiwo-mali
ulwabiwo-mali, isabelo-mali
16
budget speech
budget vote
building and engineering services
building roads
building a social capital
bulimia
bulk store
budget administration
building line restrictions
intetho yohlahlo lwabiwo-mali, intetho yohlahlo-mali
ivoti yohlahlo lwabiwo-mali, ivoti yohlahlo-mali
iinkonzo zolwakhiwo nezobunjineli
ukwenziwa kweendlela
ulwakhiwo lobudlelane boluntu, uzinzisolwezentlalo
umkhwa wokuzikhuphisa emva kokutya, ibhulimiya
isitora esikhulu, ivenkile ethengisa ngezambuku, isiseleesikhulu
ulawulo lohlahlo lwabiwo-mali, ulawulo lohlahlo-mali
unyino kwimida yolwakhiwo
business promotion
buy-in
by-law
ukukhuthazwa koshishino, uphuhliso lwezoshishino
inkxaso
umthetho kamasipala
17
cadastral
call centre
call centre optimisation
campaign
cancellation of rebate
canopy
capacity
capacity building
Cape Administrative Academy
Cape Craft Design Institute
Cape Floral Kingdom
Cape Garrison Artillery
umhlaba kamasipala obhaliswe ngokusemthethweni
iziko lokufowunela uncedo
ukomelezwa kokusetyenziswa kweziko lokufowunelauncedo
iphulo, ukugaya inkxaso
ukurhoxiswa kwesaphulelo serhafu
uphahla
amandla okwenza umsebenzi, ulwazi lokwenza,isakhono sokwenza, ukulungela, umthamo
ukuxhobisa ngezakhono nolwazi
iAkhademi yoLawulo lweKapa
iZiko lezoBugcisa beZandla laseKapa
iNdawo yoLondolozo lweeNtyatyambo yaseKapa
iNqaba yeziXhobo zoMkhosi yaseKapa
C
18
Cape Medical Museum
Cape metropolitan area
Cape metropolitan council
Cape metropolitan transport fund
Cape nature conservation
Cape tourism
Cape Town environmental education trust
Cape Town City Council
Cape Town green map website
capital
capital assets
capital expenditure
iZiko loLondolozo lweMbali yezoNyango laseKapa
ummandla wolawulo lomasipala ombaxa weKapa
ibhunga lolawulo lomasipala ombaxa weKapa
ingxowa-mali yezothutho yomasipala ombaxaweKapa
ulondolozo lwendalo lwaseKapa
ukhenketho lwaseKapa
iqumrhu lemfundiso ngokusingqongileyo laseKapa
iBhunga leSixeko saseKapa
iwebhusayithi ebonisa iindawo ezinohlaza eKapa
inkunzi, isiseko, ikomkhulu
impahla yexabiso engundoqo, impahla yexabisoesisiseko
inkcitho kwiintengo ezinkulu, inkcitho kwimpahlayexabiso
19
case
casualties
ceasefire
celestial
chalets
chipping
circular
civil engineering
clearance
cloakroom
comet
umzekelo, inkalo, ityala, imeko, isehlo
iingxwelerha
ukubekwa phantsi kwezikrweqe
okungesibhakabhaka
izindlwana zokuchithela ikhefu
ukuxoza, ukucebula
isigidimi, isetyhula
ubunjineli bezakhiwo
ukhululelo, uhlanjo, utshitshiso, umphakamo wesango
igumbi lokutshintshela
uzatshoba, intshobololo
coat of arms
cocktail
uphawu lwesizwe
iindidi zokutya neziselo
20
commandos
compliment
condonation
constituent
constitutional court
constitutional development service
constitutionally guaranteed
constitutional plan
constitutional practice
constitutional proposal
constitutional reforms
constitutional transition
construction management
amabutho
umbuliso, isincomo
uxolelo, ukwamkeleka
ilungu lommandla wovoto
inkundla yomgaqo-siseko
inkonzo yoqulunqo lomgaqo-siseko
-qinisekiswe ngokomgaqo-siseko
isicwangciso somgaqo-siseko
inkqubo yomgaqo-siseko
isindululo somgaqo-siseko
uhlaziyo lomgaqo-siseko, uphuculo lomgaqo-siseko,umiso ngokutsha lomgaqo-siseko
inguqu kumgaqo-siseko, izigaba zoguqulo lomgaqo-siseko
ulawulo lwezolwakhiwo
21
consultant services
consultative committee
consulting room
consumer affairs
consumptive tarrifs
containerisation
contemporary architecture
contingency fund
contingency funding project
contingency plan
constitutional competency
consumer watch
contractor
iinkonzo zeengcebiso, iinkonzo zobungcali
ikomiti yeengcebiso, iikomiti yezobungcali, ikomitiyezothethwano
igumbi lokuxilongela, igumbi leengcebiso
imicimbi yabathengi, imicimbi yabasebenzisi beenkonzo
amaxabiso aqingqiweyo eenkonzo
ukunkonkxa, ukufaka kwiikhonteyina
uyilo ngokwala maxesha, useko ngokwala maxesha
ingxowa-mali yelixa likaxakeka
iprojekthi yenkxaso-mali yelixa likaxakeka
isicwangciso selixa likaxakeka
igunya lomgaqo-siseko, amandla omgaqo-siseko
iliso labathengi, iqumrhu lezabathengi
umakhi, ikontraki
22
contracted services
control document
control provincial inspector
corporate body
co-ordinating council
corporate planning
corporate services
corporate affairs
corporate deputy information officer
corporate fleet management
corporate fleet asset management
corporate planning and support
iinkonzo ezinikelwe kubaniki-nkonzo bangaphandle
uxwebhu loqinisekiso nolawulo lokwenziwa komsebenzi
ingqonyela-mhloli yephondo
iqumrhu lolawulo
ibhunga eliququzelelayo, ibhungaelinxibelelanisayo
ucwangciso olumanyanisiweyo
iinkonzo ezimanyanisiweyo, iinkonzo zolawulo
imicimbi emanyanisiweyo
isekela-gosa leenkcukacha zeenkonzoezimanyanisiweyo
ulawulo lwezithuthi olumanyanisiweyo
ulawulo lwezithuthi zomsebenzi olumanyanisiweyo
inkxaso nocwangciso olumanyanisiweyo
23
corporate services portfolio committee
corporate support services
corrective action
cost-effective
credit control and debt collection policy
cultivated assets
ikomiti ejongene neenkonzo ezimanyanisiweyo
iinkonzo zenkxaso ezimanyanisiweyo
ingcebiso yezilungiso, inyathelo lolungiso
iindleko eziphantsi, iindleko ezifanelekileyo, iindlekoezifikelelekayo
umgaqo-nkqubo wolawulo noqokelelo lwamatyala
impahla yexabiso esunguliweyo
24
death toll
debt-battered
declaration of intent
declaration of interest
defence review process
deputy director
deputy director: budgeting
deputy director: financial control
deputy director: financial services
deputy director-general
deputy director: risk management
deputy speaker
despair
inani labantu abafileyo
ukuntyumpantyumpeka ematyaleni
isibhengezo sokwazisa iinjongo, ukwazisa iinjongo
inkcazo yochaphazeleko, udizo lochaphazeleko
inkqubo yokuphonononga ezokhuselo
usekela-mlawuli
usekela-mlawuli wohlahlo lwabiwo-mali, usekela-mlawuliwohlahlo-mali
usekela-mlawuli wezemali
usekela-mlawuli weenkonzo zemali
usekela mlawuli-jikelele
usekela-mlawuli womngcipheko
usekela-somlomo
inkxwaleko
D
25
dessert
development council
director: human resource management andadministration
director-general
director: accounting
director: administration
director in the office of the director-general
director: metropole region
director: planning and financial control
director of social security
director of sport and recreation
directorate: administration and legislation
izilebeli-sidlo, idizethi
ibhunga lophuhliso
umlawuli wezabasebenzi
umlawuli-jikelele
umlawuli wezocwangciso-mali
umlawuli wemisebenzi yolawulo, umlawuliwemisebenzi yeofisi
umlawuli kwiofisi yomlawuli-jikelele
umlawuli wommandla kamasipala ombaxa
umlawuli wocwangciso nolawulo-mali
umlawuli wokhuseleko loluntu
umlawuli wezemidlalo nolonwabo
icandelo lolawulo lweofisi nowiso-mthetho
26
directorate: behavioural advisory services
directorate: culture and heritage
directorate: cultural affairs
directorate: engineering
directorate: efficiency management
directorate: financial administration
directorate: financial management andadministration
directorate: human resources management
directorate: human resource development
directorate: intergovernmental relations
directorate: land affairs
directorate: local government
icandelo lolawulo lweenkonzo zeengcebisongokuziphatha
icandelo lolawulo lwezenkcubeko nelifa lemveli
icandelo lolawulo lwemicimbi yenkcubeko
icandelo lolawulo lwezobunjineli
icandelo lolawulo lwentsulungeko
icandelo lolawulo lwezemali
icandelo lolawulo-mali
icandelo lolawulo lwezabasebenzi
icandelo lolawulo lophuhliso lwezabasebenzi
icandelo lolawulo lwentsebenziswano yoorhulumente
icandelo lolawulo lwemicimbi yemihlaba
icandelo lolawulo loorhulumente bemimandla,icandelo lolawulo loorhulumente bamakhaya,icandelo lolawulo loomasipala
27
directorate: organisation and workstudy
directorate: personnel management
directorate: planning services
directorate: public works programme
directorate: rural development
directorate: sport and recreation
directorate: support administration
directorate: training
directorate: urban planning
disabled groups
disaster management: tactical planning
discretionary funds
icandelo lolawulo locwangciso novandlakanyo-msebenzi
ulawulo lwezabasebenzi
ulawulo lweenkonzo zocwangciso
ulawulo lwenkqubo yemisebenzi karhulumente,ulawulo lwenkqubo yemisebenzi yoluntu
ulawulo lophuhliso lwamaphandle
icandelo lolawulo lwezemidlalo nolonwabo
icandelo lolawulo lweenkonzo zenkxaso
ulawulo lwezoqeqesho
ulawulo locwangciso lweedolophu
imibutho yezilima, imibutho yabakhubazekileyo(elesiNguni), imibutho yabanobulima
ulawulo lwentlekele: ucwangciso-buchule
imali esetyenziswa ngokwemfuno
28
29
dispatch of sterile stock
district director
district roads engineer
diversity
doctors' lounge
documentation
doctors' tearoom
downscaling
downsizing
draconian measures
dressing room
drip room
ukuhanjiswa kwesitokhwe esingenantsholongwane
umlawuli wesithili
injineli yeendlela yesithili
ntlantlo-ninzi, ubuyantlukwano, -ndidi, ntlobo-ntlobo
igumbi lokuphumla loogqirha
ugcino lwamaxwebhu, ugcino lweempepha
igumbi lokuphungela loogqirha
ukudenda, ukucutha, ukuphungula
ukuphungula, uphungulo, ucutho
amanyathelo enkohlakalo, amanyatheloangqwabalala
igumbi lokubophisa, igumbi lokunxibela
igumbi ledriphu
30
drought relief measures
drug trafficking
duodenum
amanyathelo oncedo lwembalela, amanyathelooncedo lwamaxhoba embalela
uthubeleziso lweziyobisi
umzi (ithunjana eliphantsi kwesisu)
economic affairs
economic development and tourism
economic development partnership
education administration
educational programmes
education and cultural affairs
education development and support services
education provision
economic affairs
efficiency management
electrical engineering
electricity kiosk
elementary occupation
imicimbi yezoqoqosho
uphuhliso lwezoqoqosho nokhenketho
ubuhlakani bophuhliso lwezoqoqosho
ulawulo lwemfundo
amaphulo ezemfundo, iinkqubo zokufundisa
imfundo nemicimbi yenkcubeko
uphuhliso lwezemfundo neenkonzo zenkxaso
ubonelelo ngezemfundo
imicimbi yezoqoqosho
ulawulo lwemfezeko
ubunjineli bombane
izikwana lobuxhakaxhaka bombane, indawo ethengisaumbane
izikhundla zengqesho eziphantsi
E
31
emergency disaster management
emergency exit
emergency number
emergency room
end users
engineering services
ENT (ear, nose, throat infections)
enter at own risk
entered at owners' risk
entrepreneurship
environment (nature)
environmental affairs and culture
ulawulo lweentlekele ezingxamisekileyo
isango lokuphuma ngamaxa kaxakeka, isangolamaxa kaxakeka
inombolo yamaxa kaxakeka
igumbi lonyango olungxamisekileyo
abasebenzisi, abaxhamli
iinkonzo zobunjineli
izifo zendlebe, iimpumlo nomqala
ingozi onokuyifumana ngokungena apha luxanduvalwakho
ingozi enokwenzeka ngokungenisa apha luxanduvalwakho
ezorhwebo, urhwebo
indalo nokuyingqongileyo
imicimbi yendalo nenkcubeko
32
33
environment impact studies
equal opportunity programme
executive summary
ex officio
exosphere
expenditure condonation
uphando ngefuthe kwindalo nokuyingqongileyo
inkqubo yokunika amathuba ngokulinganayo
isishwankathelo sabalawuli, isishwankatheloesinabileyo
ilungu ngenxa yesikhundla
indawo ephezulu yomoya
ukuvunywa kwenkcitho-mali engekho mgaqweniziziphatha-mandla
facilities
facilities sub-committee
fact finding mission
fascism
fiction
non-fiction
finance
finance and corporate services
finance and environmental affairs
financial administration
financial assets
financial interest
financial year
izibonelelo, amaziko, izixhobo
ikomitana yezibonelelo, ikomitana yamaziko,ikomitana yezixhobo
iphulo lokufumana iinkcukacha
ulawulo ngegqudu
uncwadi oluyiliweyo, ibali eliyiliweyo
iincwadi zesikhokelo
ezemali
icandelo lezemali neenkonzo ezimanyanisiweyo
icandelo lezemali nemicimbi yendalonokuyingqongileyo
ulawulo lwezemali
imali
umdla ngokwasezimalini, inzala ngokwasezimalini
unyaka-mali
F
34
financial oversight
fire exit
fire extinguisher
fire-hose
first executive deputy president
first world countries
fiscal
fiscal services
fiscal objectives
fiscal policy
fiscus
flood
ulawulo lwemali olongameleyo
isango lokuphuma xa kusitsha
isicima-mlilo
ithumbu lokucima umlilo, umbhobho wokucimaumlilo
usekela-mongameli wokuqala
amazwe atyebileyo
ingxowa-mali karhulumente, uvimba karhulumente,umthombo karhulumente
iinkonzo zokusetyenziswa kwemali karhulumente
iinjongo zokusetyenziswa kwemali karhulumente
umgaqo-nkqubo wokusetyenziswa kwemalikarhulumente
iimali zikarhulumente
impuphuma, uphuphumo
35
food-aid programme
food chain
food security
for attention
force of gravity
foreign exchange
forward planning
fossil fuels
foster care
framework
free market system
free enterprise system
inkqubo yoncedo ngokutya
uxhomekeko lwendalo kwenye ngokutya
ubukho bokutya
mayiqwalaselwe, iya kulo ulandelayo, qaphela
umbizane womhlaba
utshintsho lwemali yamanye amazwe, unaniselwanonamazwe angaphandle ngemali
ucwangciselo lwekamva, ucwangciselo lwengomso
into eyayiphila yajika yaba sisibaso, izibaso ezisuselakwinto eyayiphila
ukhuliso lomntwana ongengowakhongokusemthethweni
isicwangciso-nkqubo, isikhokelo, inkqubo-sikhokelo
inkqubo yorhwebo oluvulelekileyo
inkqubo yoshishino oluvulelekileyo
36
37
fruitless expenditure
functional financial training
funding sub-committee
fundraising
inkcitho engenanzuzo
uqeqesho kusetyenziso-mali
ikomitana yezoncedo-mali
unyuso lwengxowa-mali
galaxy (IT)
gang-rape
gangs
gangsterism
gangsterism activities
gas store
government of national unity
gender equality
gentleness
general administrative services
general enquiries
general surgeon
isiphaluka sentungelwano
udlwengulo ngokupakelwa, udlwengulo sisininzingaxeshanye
amaqela emigewu, izihange, oonqevu,imigulukudu
ubugewu
izenzo zobugewu
uvimba womoya, istora somoya, ivenkile yerhasi
urhulumente womanyano lwesizwe, urhulumentewobumbano lwesizwe
ulingano ngokwesini
ubulali
iinkonzo zolawulo ngokuphangaleleyo, iinkonzolawulo jikelele
imibuzo ngokubanzi, imibuzo ngokuphangaleleyo,imibuzo gabalala
ugqirha wotyando
G
38
general ward
ghost workers
global warming
government immovable asset management
grassroots
green paper
gross income
growth rate
growth in beneficiaries
gruesome memories
gynaecologist
iwadi kawonke-wonke
izikhundla zengqesho ezihlawulelwa zingenabantu
ubushushu besibhakabhaka, ukunyuka kobushushubehlabathi
ulawulo lwempahla yexabiso karhulumenteengasuswayo
ingqalo, intsukaphi
iphepha logayo-zimvo ngomthetho
umvuzo ongatsalwanga, umvuzoongaxhuzulwanga
isantya sokukhula, isantya sohlumo
ukukhula kwenani labancedwayo, ukwanda kwenanilabaxhamlayo
iinkumbulo ezimasikizi
ugqirha wezamabhinqa, ugqirha wezenzalowamabhinqa
39
hands-on training
harassment
harmonious home
hearing
help desk
help desk support
heritage
heritage resources management
high care
high care unit
householder
households
uqeqesho ngokusebenza
ungcungcuthekiso
ikhaya elinoxolo
umanyelo-zimvo, uviwo-zimvo
icandelo loncedo, abezoncedo, abazenkxaso
icandelo loncedo nenkxaso, inkxaso yecandeloloncedo
ilifa lemveli, ilifa lendalo
ulawulo lwezixhobo zelifa lemveli, ulawulo lwezintoezililifa lemveli
inkathalelo ekwizinga eliphezulu
icandelo lezigulo ezimandundu
umnini-mzi
ezangaphakathi
H
40
41
house of assembly
human capital development
human rights culture
igumbi lentlanganiso, indlu yowiso-mthetho
uphuhliso lwezakhono zabasebenzi
inkqubo yamalungelo oluntu
icon
ill-considered plan
implement
inaugural
in-camera
inflation
induction
industry
industrial court
industrial mass action
industrial relations section
infrastructure
infrastructure investment
isisele senyathi
isicwangciso esingacingisiswanga
zalisekisa, phumeza, fezekisa, sebenzisa, milisela
ukuvula ngokusesikweni, ukwazisa ngokusesikweni,ukumisela ngokusesikweni
ekhusini, bucala
ukunyuka nokuhla kwamaxabiso
ungeniso, uqhelaniso, ukufakwa ekhaya
imizi-mveliso, ezoshishino
inkundla yeembambano zezabasebenzi
uqhankqalazo lwabasebenzi
icandelo lobudlelane bezoshishino
izibonelelo, izixhobo, amaziko
utyalo-mali kwizibonelelo, utyalo-mali kwizixhobo
I
42
in-house training
in-patients
in-patients waiting area
information technology
in-service training
intelligence service
intensive care unit
intergrate
internal audit
internist
irregular expenditure
uqeqesho lwangaphakathi
abanyangwa ngaphakathi
indawo yokulindela yabanyangwa ngaphakathi
ulwazi ngobugcisa, ezobunzulu-lwazingobuchwepeshe, ezeteknoloji
uqeqesho ngokusebenza
inkonzo yobuntlola
icandelo labagula kakhulu, icandelo leziguli ezidingauhoyo olumandla
ukuhlanganisa, ukudibanisa, ukumanyanisa
uphicotho-zincwadi lwangaphakathi
ingcali efikayo, ingcali ethunyelweyo
nkcitho engafanelekanga, inkcitho engekhomgaqweni
43
jazz
juristic entities
intambula, umngqungqo, ijezi
amaqumrhu asemthethweni
key measurable objective
key perfomance area
key performance indicator
injongo engudoqo elinganisekayo
inkalo engundoqo yokwenziwa komsebenzi
isibonisi sokungundoqo okwenziweyo, isibonisisomsebenzi ongundoqo owenziweyo
laboratory information management system
labour broker
labour intensive industry
laissez faire
land acquisition grant
land audit
inkqubo yolawulo lweenkcukacha zaselebhu
iqumrhu lezemisebenzi, i-arhente yezemisebenzi
imveliso enika imisebenzi, umzi-mveliso oqeshauninzi
urhwebo olukhululekileyo
isibonelelo-mali sothengo-mhlaba
uphicotho lomhlaba
J
K
L
44
land fill site
land reform
land scape
land surveyor
land surveying
language audit
language demographics
law
left wing
legacy
legal services
legend
legislative drafting
itiphu
umiso lwemihlaba ngokutsha, hlaziyo lwenkquboyolwabiwo-mhlaba
imbonakalo-mhlaba
unocanda
ucando lomhlaba
uvavanyo-zimvo ngosetyenziso-lwimi, uphicotholosetyenziso-lwimi
iinkcukacha-manani zolwimi kwingingqi
umthetho (gabalala)
untamo-lukhuni
ilifa, imbali, umzila
iinkonzo zomthetho
ikhwahla, iqhawe, imbalasane
uqulunqo lwemithetho
45
literal art
local authority administration and regulation
local authority
local authority support services
local economic development
local government
lunar eclipse
uncwadi lobugcisa
ulawulo lwamagunya nemigaqo ekuhlaleni
ugunyaziwe wokuhlala, usomagunya wengingqi
iinkonzo zenkxaso kumagunya asekuhlaleni
uphuhliso lwezoqoqosho ekuhlaleni
ulawulo ekuhlaleni, urhulumente wamakhaya,urhulumente wommandla, umasipala
ukufiphala kwenyanga
46
main appropriation
main budget
maladministration
malpractice
management support
mandate
mass action
mass voter education
mechanical engineering
media release
medium-term expenditure framework (MTEF)
menopause
metropole
ulwabelo-mali olungundoqo
uhlahlo-lwabiwo-mali olungundoqo, uhlahlo-maliolungundoqo
ulawulo olugwenxa
izenzo ezigwenxa
inkxaso yolawulo, inkxaso yeziphatha-mandla
umyalelo ngokwasemthethweni, ugunyaziso
uqhankqalazo lwesininzi, intatho-nxaxheba sisininzi
imfundiso yoluntu ngovoto
ubunjineli bezokukhanda
ingxelo kumajelo eendaba
isikhokelo senkcitho-mali yesiqingatha sonyaka
ukuphelelwa yinzala kwababhinqileyo
isithili sesixeko, umasipala ombaxa
M
47
metropolitan development forum
metropolitan coordinating forum
micro financing
migrant labour museum
ministry
misconduct
mission
museum
museum specialist service
museum technical service
iforam yophuhliso lwesixeko
iforam yoququzelelo yesixeko
imali-mboleko encinci, uncedo ngeemali ezincinci,umatshonisa
iziko lolondolozo lwembali yabasebenziabafudukayo
iofisi yomphathiswa
ukuziphatha okungamkelekanga
umnqophiso, udaba, idinga
iziko lolondolozo lwembali
inkonzo ekhethekileyo yolondolozo lwembali
inkonzo yobuchwepheshe bolondolozo lwembali
48
national qualifications framework
national coat of arms
national revenue count
national symbols
neighbourhood development grant
neighbourhood watch
net asset
net book value
nett density criteria
newsflash
not transferable
national orders
natural heritage
isikhokelo seziqinisekiso zemfundo sesizwe
uphawu lorhulumente wesizwe
iakhawunti yengeniso-mali yesizwe
iimpawu zesizwe, isimboli zesizwe
isibonelelo-mali sophuhliso lwamazwe angabamelwane
usolomzi wengingqi
impahla yexabiso eseleyo, iasethi eseleyo
ixabiso elishiyekileyo ngokwencwadi, ixabisoelishiyekileyo ngokwesikhokelo soxabiso
indlela yokumisela ubungakanani bengxinano
iindaba ezikhawulezileyo
akunakudluliselwa komnye umntu
iimbasa zesizwe
indalo elilifa
N
49
occupational therapy
occupational band
order paper
office bearers
off-line editor
on-line editor
out-patients
overnight ward
ulungelelaniso emsebenzini, unyango emsebenzini
inqanaba lomsebenzi, isikhundla emsbenzini
iphepha loluhlu, iphepha leodolo, iphepha lokuoda
abantu abasezikhundleni
umhleli wokuqala
umhleli wokugqibela
izigulane ezinyangwa zingaphandle
iwadi yabalaliswa ubusuku obunye
O
nature reserve draft management plan
nature reserve
isicwangciso solawulo lolondolozo lwendaloesiqulunqwayo
ulondolozo lwendalo
50
parastatals
perfomance indicator
personnel development
plaster of paris
preferential procurement
principal personnel officer
proclamation
protocol
protocol observed
provisioning administration
public entity
public works
amacandelo azimeleyo karhulumente, iinkampaniezizimeleyo zikarhulumente
isibonisi sokwenziwayo,umsebenzi obonisa okwenziweyo
uphuculo lwezakhono zabasebenzi
isamente yokubopha abophukileyo
inkqubo yeentengo, inkqubo yokufumana abaniki-zinkonzo
igosa labasebenzi eliyintloko, igosa labasebenzieliphezulu
umpoposho (kwezomthetho), isibhengezo (gabalala)
ulandelo-mgaqo, ulandelelaniso, iprothokholi
ngqanga neentsiba zayo, ingqalelo landelo-mgaqo
ulawulo lwezibonelelo
iqumrhu likarhulumente, iqumrhu loluntu, iqumrhuelimele uluntu
imisebenzi karhulumente, imisebenzi yoluntu
P
51
reception
receivables
reference
renewable energy
resources
resuscitation
revenue account
right of admission reserved
risk management
road show
road infrastructure
indawo yokufikela, indawo yolwamkelo
ezifumanekayo, ezilindelekileyo
isalathiso, isingqiniso
iziniki-mandla ezivuselelekayo
izibonelelo, imithombo, amajelo, izixhobo, ubuqili
uphiliso ngokutsha, uvuselelo, ubuyiselo
iakhawunti yengeniso-mali
akungeni nje nabani, kungenwa ngemvume,kungena ofanelekileyo
ulawulo lomngcipheko, ulawulo lobungozi
utyelelo-luntu, iphulo lokuya eluntwini
ubonelelo lwezeendlela, izixhobo zezeendlela
R
Q
52
San National Language Board
safety and security
SCOPA
service provider
salary level
salary notch
saving
seconded official
serial number
iBhodi yeeLwimi zesiQhakancu yeSizwe
ukhuseleko nogcino-cwangco, ukhuselonokhuseleko
ukhala ojongene nendlela asebenza ngayourhulumente
umnikezeli ngeenkonzo, umniki-ziinkonzo
inqanaba lomvuzo
umvuzo wonyaka uwonke
imali engasetyenziswanga, imali egciniweyo,ulondolozo
igosa lemboleko, igosa eliweliselwe kwelinye icandelo
inombolo yemveliso, inombolo yesiriyali
Road Transportation Board
rule
iBhodi yoLawulo lwezoThutho eziNdleleni
umgaqo, ummiselo,ulawulo
S
53
service benefit package
sewerage
sexual harrassment
shift commander
shift manager
shift officer
shared audit committee
sluice room
social capital
social capital development
social cluster
social science
imfanelo esisixa-mali yomsebenzi, isixa-maliesiyimbuyekezo yomsebenzi
ugutyulo
ukuncwasa ngokwesondo, ungcungcuthekisongokwesondo
iKhomanda yamaxesha okusebenza, umlawuliwamaxesha okusebenza
umlawuli wamaxesha okusebenza
igosa lamaxesha okusebenza
ikomiti yophicotho-ncwadi eyindibanisela
igumbi lokucocela, igumbi levasi, isilusi
ezoluntu, ubudlelane noluntu
uphuhliso loluntu
indibaniselwano yoluntu, indibano yoluntu
ezobunzulu-lwazi ngezentlalo yoluntu
54
social security
social security grant
socio economic status
soiled linen
solar eclipse
solar system
South African Qualifications Authority
Southern Cape
special investigation cabinet assignment (SICA)
special programme officer
speed humps
sports clubs
ukhuseleko loluntu
isibonelelo-mali soluntu
izinga lezoqoqosho loluntu
ilineni emdaka, izinto zokwandlala ezimdaka
ukufiphala kwelanga
ilanga nezijikelezi zalo, inkqubo yamandla elanga,inkqubo yombane welanga
iGqiza leziQinisekiso zeMfundo loMzantsi Afrika, iGunya-bantu leziQinisekiso zeMfundo loMzantsi Afrika
umzantsi-kapa
uphando olulodwa lwekhabhinethi
igosa lenkqubo ekhethekileyo, igosa lenkquboyexeshana
iingqolo zonyanzeliso thobo-santya
amaqela emidlalo
55
staff establishment
staff performance management system
stakeholders
standard contract
standing committee
starters
state of the nation address
statistics
station commander
strategy
strategic operations management support
abasebenzi ngokwezikhundla, inani labasebenzielimiselweyo
inkqubo yolawulo lwendlela yokusebenzakwabasebenzi
amahlakani entsebenziswano, amaqabaneentsebenziswano, abaxhasi
isivumelwano sengqesho esiqhelekileyo, ikhontrakthieqhelekileyo
ikomiti emiyo, ikomiti elawulayo
izandlalela-sidlo
intetho kamongameli yesizwe, intetho kamongameliyokuvula ipalamente
inkcazo-manani, iinkcukacha-manani
umphathi-sikhululo, umastishi
inkqubo-qhinga, icebo, iqhinga, indlela, ubuqili,ubuchule
inkxaso yolawulo lwezobuchule bokusebenza
56
57
strategic planning
strategic support services
street field workers
structural engineering
structure
sub-council
sub-directorate
summit
superintendent
supervisor
supply chain management
isicwangciso-qhinga
iinkonzo zenkxaso yobuchule bokusebenza
abasebenzi abenza uphando esitalatweni
injineli yezolwakhiwo
iqumrhu, isakhiwo, ubume
ibhungana
ulawulo olungaphantsi kolunye
ingqungquthela, imbizo
intsumpa
umphathi, umcebisi
lawulo lweentengo
tabling
tape measure
technic
technical
technician
technology
tender
terms of reference
thesis
toilet
traffic centre
traffic safety
transfer payment agreement
ukwandlala intetha, ukwandlala ingxelo, ukunika
ulutya lokulinganisa
iqhinga, ubuchule, ubugcisa
-obuchwepheshe
ingcali, usochwepheshe, igcisa
ubuchwepheshe, iteknoloji
uniko, ithenda, uniko-xabiso
imigqaliselo, imiqathango yesivumelwano
uphando-ngqangi
igumbi lokunya, igumbi lokutuwa, igumbi lokuzinceda,igumbi lokuzithuma
iziko lezothutho ezindleleni, iziko lezithuthi ezindleleni
ukhuseleko ezindleleni
isivumelwano sentlawulo-mali
T
58
transparency
transparent
treasurer
treasury
treated effluent
turn around strategy
trust account
trustees
tunnel
-kuhleni, -nyaniseko
-bonakalayo, -cacileyo, -khanyayo
unongxowa-mali, unondyebo
ulawulo-mali, ulondolozo-mali,
amanzi ogutyulo acociweyo
ubuchule botshintsho, ubuchule boguqulo-zinto,iqhinga lokusabela
iakhawunti yequmrhu, itrast akhawunti
abathenjwa, ootrasti
imbombo, itonela
59
unemployment insurance fund
unfair labour practise
unitary
uranus
utility services
ingxowa-mali ye-inshorensi yaxa uphelelwengumsebenzi
inkqubo engenabulungisa emsebenzini
-hlukeneyo, -pheleleyo, -dibeneyo
umathambeka
iinkonzo eziluncedo kuluntu
values
value for money
veinous pressure line
veterinary
VIP
visual art
iimpawu zentsulungeko
umgangatho ngokwemali, umgangatho ngokwexabiso
idriphu
unyango lwezilwanyana
abakhethekileyo, ababalulekileyo, abahloniphekileyo
ubugcisa bezandla, imizobo, -qingqiweyo, -bunjiweyo
U
V
60
wall of fame
walk-in centre
warrant of arrest
waste generator
waste treater
waste treatment
website
westcoast
white paper
winelands
workshop
udonga lwendumasi
iziko loncedo
umsila wengwe, isigunyaziso sokubanjwa
umdali wenkunkuma, into edala inkunkuma
umsebenzi wenkunkuma, into yokusebenzainkunkuma
ukusetyenzwa kwenkunkuma
uvimba-nkcukacha weintanethi, idilesiyeenkcukacha ezifumaneka ngeintanethi,iwebhusayithi
unxweme lwentshona
iphepha lengcaciso ngomthetho osayilwayo,iphepha lengcaciso ngomgaqo osayilwayo
amasimi emidiliya, iindawo zomdiliyaomfaxangiweyo
ucweyo, ulwabelwano ngamava, indawoyokusebenzela
W
61
Y
Z
First published in 2013Copyright of the Departmentof Cultural Affairs and Sport,
Terminology Development, Western Cape
62
x-ray
xenophobia
igesi, ifoto yegesi
ucalucalulo ngokobuzwe, intiywano ngokobuzwe
X
Uphuhliso lwesiGama sesiXhosa eNtshona Koloni/ IsiXhosa
Terminology Development in Western Cape
Sibhalele / Write to us: Private Bag X9067, Cape Town 8000
Sindwendwele / Visit us: Protea Assurance Building,
Greenmarket Square, Cape Town
[email protected] www.westerncape.gov.za/dcas
nezemiDlalo
ImiCimbi yeNkcubeko
UrhulumenteweNtshona Koloni