lncwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa ... · Intetho ephazamiseki-leyo, ukungahambelani kwamalungu omzimba, isiyezi, ukugabha kunye neebhabhalaza. Ukungazinzi engq

  • Upload
    others

  • View
    7

  • Download
    0

Embed Size (px)

Citation preview

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi1

    lncwadana

    eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi2

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 3

    Imibuzo eKhawulezileyo

    Ukusetyenziswa gwenxa kweZiyobisi noTywala kwenzeka emva kwexesha yaye abantu abayi baqale bavume ukuba ikho ingxaki, de kube semva kwexesha ke ngoku. Ekuqalekeni, bambalwa abaye banqwenele ukuvuma ukuba eneneni abasakwazi kuzibamba yaye banayo ingxaki. Abazali nabasenyongweni basenokukrokra ukuba ikho ingxaki esenyukelayo kodwa ke babe bengekaqiniseki futhi besoyikisela ukun-cokolela umntu lowo ze/okanye abazi ukuba benzene na.

    Ukuze ube nokunceda, nantsi imibuzo embalwa ekumele uzibuze yona ukuze sibek-ho isikhokelo sokuba inkxalabo leyo yephilayo na, esingatshoyo ke ukuba yeyobun-zululwazi na, nekunokuthi ke ukuba kubonakala ngathi kukho nto ivelayo, kuding-eke enye intshukumo engqalileyo enjongo ikukusombulula loo ngxaki isezayo yokusetyenziswa kwesiyobisi okanye utywala obunganobungozi.

    Ingaba wazini ngeziyobisi ezinobungozi?

    1. Abantu abasebenzisa gwenxa iziyobisi bangabantu ababuthathaka abeben-okuzinqanda ekurhaleleni iziyobisi ukuba bebezama.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    2. Ukusetyenziswa gwenxa kweziyobisi ezingalunganga kwehlile kubantu abatsha.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    3. Intsangu sesona siyobisi singekho mthethweni nesifumaneka lula esisetyenziswa kakhulu eMzantsi Afrika.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    4. Noxa “iziyobisi zaseziklabhini” ziqalwe lulutsha kwiindawo zemijuxuzo zasebusuku, ezi ziyobisi zingekho mthethweni zithe zangenela kwiindawo zikawonke-wonke kungoku nje.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    5. Noxa ukusetyenziswa kweziyobisi ezingekho mthethweni kuthe kwehla kwisithuba seminyaka embalwa edlulileyo, inani labantu abasebenzisa izidakumbisi-ntlungu eziphantsi kolawulo loogqirha landile.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    kuyaQhubeka kwiphepha 4 >

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi4

    6. Amachiza azizikhulisi-malungu omzimba afana nqwa nezinye ezo zikhulisa amadlala, yaye zombini ezi ntlobo zeziyobisi zineziphumo ezimbi neziyingozi ezifanayo.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    7. Nkqu nenkqubo enye “yokusezela” okuphindaphindiweyo kwesiyobisi esise-zelwayo kungakhokelela ekudodobaleni kwentliziyo nasekufeni.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    8. Iziyobisi ziza neempawu ezingafaniyo, ngokwahlukana kwazo, ngoko ke akusoloko kulula ukwazi nokufumanisa ukuba umntu othile usebenzi-sa gwenxa isiyobisi esithile. Enye yeempawu ezingavela zokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi kulutsha, noxa kunjalo, kuxa besehla kwiziphumo zasesi-kolweni naxa beman’ ukungayi esikolweni.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    9. Ukuba uthi ukrokrele ukuba osenyongweni usebenzisa gwenxa iziyobisi, mlinde umntu lowo aphele ukuqhunywa ukuze niyixoxe esezingqondweni le nyewe.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    10. Uninzi lwabantu abanyangelwa ukusebenzisa gwenxa iziyobisi kumele bahlale kumaziko onyango isithuba seenyanga ezintathu kuphela.

    Yinyaniso okanye Bubuxoxi

    Nazi ke IIMPENDULO:

    1. Abantu abasebenzisa gwenxa iziyobisi bangabantu ababuthathaka abebeno-kuzinqanda ekurhaleleni iziyobisi ukuba bebezama. Bubuxoki

    2. Ukusetyenziswa gwenxa kweziyobisi ezingalunganga kwehlile kubantu abatsha.Bubuxoki

    3. Intsangu sesona siyobisi singekho mthethweni nesifumaneka lula esisetyenziswa kakhulu eMzantsi Afrika. Yinyaniso

    4. Noxa “iziyobisi zaseziklabhini” ziqalwe lulutsha kwiindawo zemijuxuzo zasebu-suku, ezi ziyobisi zingekho mthethweni zithe zangenela kwiindawo zikawon-ke-wonke kungoku nje. Yinyaniso

    5. Noxa ukusetyenziswa kweziyobisi ezingekho mthethweni kuthe kwehla kwisithu-ba seminyaka embalwa edlulileyo, inani labantu abasebenzisa izidakumbisi-nt-lungu eziphantsi kolawulo loogqirha landile. Yinyaniso

    6. Amachiza azizikhulisi-malungu omzimba afana nqwa nezinye ezo zikhulisa amadlala, yaye zombini ezi ntlobo zeziyobisi zineziphumo ezimbi neziyingozi ezifanayos. Yinyaniso

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 5

    Uhambe njani? Ingaba wazi ngokwaneleyo ukufumanisa ukuba kungakho in-gxaki okanye usadinga ukuphanda nzulwana? Siyathemba ukuba oku kukuni-ka umqondo ongcono ngemingeni yokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi kwiingingqi zokuhlala zonke yaye le Ncwadana iyakuba luncedo kuwe noko.

    7. Nkqu nenkqubo enye “yokusezela” okuphindaphindiweyo kwesiyobisi esisezel-wayo kungakhokelela ekudodobaleni kwentliziyo nasekufeni. Yinyaniso

    8. Iziyobisi ziza neempawu ezingafaniyo, ngokwahlukana kwazo, ngoko ke akuso-loko kulula ukwazi nokufumanisa ukuba umntu othile usebenzisa gwenxa isiyo-bisi esithile. Enye yeempawu ezingavela zokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi kulutsha, noxa kunjalo, kuxa besehla kwiziphumo zasesikolweni naxa beman’ ukungayi esikolweni. Yinyaniso.

    9. Ukuba uthi ukrokrele ukuba osenyongweni usebenzisa gwenxa iziyobisi, mlinde umntu lowo aphele ukuqhunywa ukuze niyixoxe esezingqondweni le nyewe.

    Yinyaniso 10. Uninzi lwabantu abanyangelwa ukusebenzisa gwenxa iziyobisi kumele bahlale

    kumaziko onyango isithuba seenyanga ezintathu kuphela. Bubuxoki

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi6

    Isik

    ho

    ke

    lo e

    siK

    haw

    ule

    zil

    eyo

    ku

    Bazali

    ng

    eZ

    iyo

    bis

    i zase

    Zit

    ala

    twe

    ni

    Ulu

    hlu

    lwez

    ona

    ziyo

    bisi

    zip

    ham

    bili

    nezi

    qhel

    ekile

    yo e

    kuth

    i kuq

    alw

    e ng

    azo,

    zis

    etye

    nzis

    we,

    zis

    etye

    nzis

    wa

    gwen

    xa n

    gaba

    ntu

    abat

    sha.

    Uty

    wala

    iCo

    cain

    e/i

    Cra

    ck

    Am

    ayeza o

    k-

    ho

    hlo

    kh

    oh

    loi-

    Ecst

    asy

    /iM

    DM

    AiH

    ero

    in

    Am

    ag

    am

    a

    ase

    zita

    -la

    tweni

    iBoo

    ze, i

    dop,

    iwas

    h,

    amam

    bom

    biiB

    low

    ,i Co

    ke, i

    Nos

    e Ca

    ndy,

    iRoc

    k, ip

    ilisi

    Iyin

    cind

    i.i-X

    , i-X

    TC, i

    -E.

    iDop

    e, iS

    kunk

    , i-U

    ngah

    .

    Ikh

    an

    ge

    leka

    ng

    ath

    iIb

    uman

    zi (I

    intlo

    bo

    ziqu

    ka iw

    ayin

    i, ib

    hiya

    , ez

    ithot

    hisa

    ezi

    krak

    rayo

    ,iic

    ider

    s, n

    jalo

    -nja

    lo)

    Um

    gubo

    om

    hlop

    he,

    iiChi

    ps, a

    maq

    heke

    zana

    ok

    athe

    y am

    agaq

    ana

    Ibum

    anzi

    rha,

    iziip

    ilisi

    .Iip

    ilisi

    ezi

    nam

    agam

    a (iN

    ike,

    iSw

    oosh

    , iPl

    ay-

    boy

    bunn

    ies)

    .

    Ingu

    mgu

    bo o

    mhl

    ophe

    ok

    anye

    om

    daka

    ka-

    khul

    u ng

    ebal

    a ok

    anye

    ili

    chiz

    a el

    ifana

    net

    ha.

    Ind

    lela

    es-

    ety

    en

    zis

    wa/

    es-

    ety

    en

    zis

    wa

    kaku

    bi

    ng

    ayo

    Uty

    wal

    a bu

    selw

    a ka

    -kh

    ulu.

    Uku

    sela

    kun

    ga-

    phun

    yulw

    a.

    iCoc

    aine

    inga

    seze

    lwa

    okan

    ye u

    mnt

    u ay

    ifakw

    e ng

    enal

    iti. I

    crac

    k yo

    na

    inga

    tsha

    ywa

    Iyag

    inyw

    aIy

    agin

    ywa

    Ifakw

    a ng

    enal

    iti,

    itsha

    ywe

    okan

    ye

    isez

    elw

    e.

    Izin

    to o

    lu-

    ziv

    ileyo

    u

    luts

    ha

    Yenz

    a ub

    usuk

    u ob

    u-di

    kayo

    bub

    e m

    nand

    i. Ib

    enza

    bak

    hang

    elek

    e ze

    baz

    ive

    bekh

    ulile

    , be-

    sezi

    ntw

    eni,

    njal

    o-nj

    alo.

    Ikug

    cina

    udl

    amki

    le;

    uyak

    uba

    ngoy

    ena

    ugq-

    wes

    ileyo

    kum

    nyha

    dala

    ok

    uwo.

    Ikw

    enza

    uzi

    va u

    qhun

    y-iw

    e ka

    mna

    ndi

    yaye

    iih

    lala

    ixes

    ha e

    lide,

    ik

    wan

    aman

    qana

    ba.

    Idla

    mki

    sa ii

    mva

    kale

    lo

    yaye

    uya

    kuth

    anda

    won

    -ke

    um

    ntu

    Ikw

    enza

    uzi

    ve w

    on-

    wab

    e kw

    elon

    a qo

    n-do

    liph

    ezul

    u ko

    dwa

    ikw

    anom

    ngci

    phek

    o op

    hezu

    lu.

    Ino

    bu

    ng

    ozi

    ng

    ob

    aYo

    naka

    lisa

    indl

    ela

    yoku

    qiqa

    , iva

    la iz

    akho

    -no

    zok

    utha

    bath

    a iz

    igq-

    ibo

    eziz

    izo.

    Uku

    sebe

    n-zi

    sa u

    tyw

    ala

    kakh

    ulu

    ixes

    ha e

    lide

    kung

    ak-

    hoke

    lela

    eku

    beni

    um

    n-tu

    azi

    nike

    le e

    tyw

    alen

    i.

    Inga

    dala

    uku

    thw

    axw

    asi

    sifo

    sen

    tlizi

    yo, i

    s-tr

    owkh

    u no

    kunk

    onka

    . Ku

    max

    esha

    anq

    abile

    yo,

    umnt

    u uy

    akw

    azi n

    oku-

    suka

    aqi

    kile

    ke a

    swel

    eke

    eqal

    a nj

    e.

    Inga

    khok

    elel

    a kw

    iint-

    lung

    u ze

    sisu

    , isi

    yezi

    es

    iman

    dla,

    uko

    naka

    la

    kwes

    ibin

    di.

    Inga

    khok

    elel

    a ek

    ome-

    ni k

    omzi

    mba

    kak

    hulu

    , uk

    uyek

    a kw

    esib

    indi

    ne

    ntliz

    iyo,

    nok

    ufa

    ke

    ngam

    anye

    am

    axes

    ha.

    Aba

    ntu

    abaz

    inik

    ele

    kwih

    eroi

    n ba

    zibe

    ka

    esic

    heng

    eni s

    okuf

    a xa

    be

    the

    abaz

    iling

    anis

    ela.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 7

    Isik

    ho

    ke

    lo e

    siK

    haw

    ule

    zil

    eyo

    ku

    Bazali

    ng

    eZ

    iyo

    bis

    i zase

    Zit

    ala

    twe

    ni

    Ulu

    hlu

    lwez

    ona

    ziyo

    bisi

    zip

    ham

    bili

    nezi

    qhel

    ekile

    yo e

    kuth

    i kuq

    alw

    e ng

    azo,

    zis

    etye

    nzis

    we,

    zis

    etye

    nzis

    wa

    gwen

    xa n

    gaba

    ntu

    abat

    sha.

    Uty

    wala

    iCo

    cain

    e/i

    Cra

    ck

    Am

    ayeza o

    k-

    ho

    hlo

    kh

    oh

    loi-

    Ecst

    asy

    /iM

    DM

    AiH

    ero

    in

    Iim

    paw

    u

    zo

    ku

    zis

    e-

    be

    nzis

    a

    gw

    en

    xa

    Am

    akhw

    inib

    a ek

    uthe

    then

    i, uk

    unga

    -ha

    mbe

    lani

    kw

    emis

    e-be

    nzi y

    omzi

    mba

    , is

    iyez

    i, uk

    ugab

    ha,

    kwak

    unye

    nee

    -bh

    abha

    laza

    .

    Inga

    dala

    uku

    thw

    axw

    aIin

    dlel

    a yo

    kuph

    apha

    zela

    ko

    mnt

    u, u

    kung

    azin

    zi,

    iimpu

    mlo

    ezo

    phay

    o,

    ukud

    lam

    ka o

    kugq

    ithis

    i-le

    yo.

    Inte

    tho

    epha

    zam

    isek

    i-le

    yo, u

    kung

    aham

    bise

    -la

    ni k

    omzi

    mba

    , uku

    n-ga

    zinz

    i kw

    engq

    ondo

    , uk

    ugab

    ha.

    Uku

    tyiw

    a kw

    amaz

    in-

    yo, u

    kuts

    hisa

    , uku

    bi-

    la, u

    kung

    abi n

    aman

    zi

    kom

    zim

    ba, u

    nxun

    -gu

    phal

    o, u

    kubo

    naka

    lisa

    utha

    ndo

    esid

    lang

    alal

    eni

    unga

    qhel

    anga

    Iziv

    ubek

    o ez

    ibon

    -ak

    alay

    o ez

    inga

    lwe-

    ni, i

    ntet

    ho e

    coth

    ayo

    neph

    azam

    isek

    ileyo

    , uk

    ugab

    ha.

    Ulw

    azi

    olu

    balu

    le-

    kil

    eyo

    Uku

    ba n

    gum

    ntw

    ana

    wen

    xila

    kub

    eka

    umnt

    -w

    ana

    low

    o es

    iche

    nge-

    ni e

    siph

    ezul

    u so

    kuba

    ne

    engx

    aki z

    otyw

    ala.

    A

    bant

    wan

    a ab

    ange

    na

    bant

    u ba

    dala

    aba

    ba-

    jong

    ileyo

    em

    inyh

    a-da

    leni

    nas

    ezik

    labh

    ini

    baba

    sem

    ngci

    phek

    wen

    i w

    okus

    ela.

    iCoc

    aine

    ses

    inye

    sez

    o-na

    ziy

    obis

    i zin

    aman

    dla

    nezi

    khok

    elel

    a ek

    uben

    i uz

    ilahl

    ele

    kuzo

    .

    u“H

    igh”

    oku

    may

    eza

    okho

    hlok

    hohl

    o ud

    alw

    a ku

    kuse

    la k

    akhu

    lu is

    ixa

    sede

    xtro

    met

    horp

    han

    (iDXM

    ) eny

    e ya

    won

    a m

    achi

    za a

    fum

    anek

    a ph

    ants

    e ku

    wo

    onke

    am

    ayez

    a ok

    hohl

    ok-

    hohl

    o

    Inga

    khok

    elel

    a ek

    uben

    i uz

    ilahl

    ele.

    Sel

    e is

    isiy

    o-bi

    si e

    sith

    andw

    a ka

    khul

    u kw

    iinda

    wo

    zoku

    zonw

    a-bi

    sa n

    genx

    a ya

    mac

    hi-

    za a

    yo a

    dlam

    kisa

    yo

    ance

    disa

    abo

    bay

    ise-

    benz

    isay

    o uk

    uba

    babe

    no

    kuda

    nisa

    oku

    -jayi

    va

    ixes

    ha e

    lide.

    Uku

    sety

    enzi

    swa

    kwe-

    hero

    in k

    akhu

    lu n

    g-um

    ngci

    phek

    o om

    khul

    u ez

    itala

    twen

    i, ap

    ho

    ukus

    ulun

    geka

    kw

    esiy

    -ob

    isi k

    unge

    nakw

    aziw

    a ng

    uban

    i.

    Ezis

    eze

    lwayo

    Ints

    an

    gu

    Me

    tham

    ph

    et-

    am

    ine

    Ezid

    lam

    kis

    a

    um

    zim

    ba u

    seb

    en

    -ze

    Izid

    aku

    mb

    isi-

    nt-

    lun

    gu

    ezin

    ike

    -ze

    lwa n

    gu

    gq

    irh

    a

    ku

    ph

    ela

    Am

    ag

    am

    a

    ase

    zit

    a-

    latw

    en

    i

    iSna

    pper

    s, iP

    oppe

    rs,

    iHuffi

    ng, i

    Glu

    e, iT

    hin-

    ners

    , iSo

    lven

    ts.

    Ints

    angu

    iBoo

    m, i

    Dop

    e,

    iGra

    ss, i

    Has

    h, iH

    erb,

    iM

    ary

    Jane

    , iPo

    t, iR

    eefe

    r, iS

    kunk

    , iW

    eed.

    i-Ice

    , iSp

    eed,

    iTik

    , iM

    eth.

    iJui

    ce, i

    Rhoi

    ds.

    iCod

    eine

    not

    hoth

    o lw

    ezin

    ye.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi8

    Isik

    ho

    ke

    lo e

    siK

    haw

    ule

    zil

    eyo

    ku

    Bazali

    ng

    eZ

    iyo

    bis

    i zase

    Zit

    ala

    twe

    ni

    Ulu

    hlu

    lwez

    ona

    ziyo

    bisi

    zip

    ham

    bili

    nezi

    qhel

    ekile

    yo e

    kuth

    i kuq

    alw

    e ng

    azo,

    zis

    etye

    nzis

    we,

    zis

    etye

    nzis

    wa

    gwen

    xa n

    gaba

    ntu

    abat

    sha.

    Ezis

    eze

    lwayo

    Ints

    an

    gu

    Me

    tham

    ph

    et-

    am

    ine

    Ezid

    lam

    kis

    a

    um

    zim

    ba u

    seb

    en

    -ze

    Izid

    aku

    mb

    isi-

    nt-

    lun

    gu

    ezin

    ike

    -ze

    lwa n

    gu

    gq

    irh

    a

    ku

    ph

    ela

    Am

    ag

    am

    a

    ase

    zit

    a-

    latw

    en

    i

    Izin

    ciph

    isi z

    epey

    inti,

    iig

    lue,

    ipet

    roli,

    nja

    lo-n

    ja-

    lo.

    Um

    xube

    olu

    hlaz

    a ok

    anye

    olu

    ngw

    evu

    lwee

    ntya

    tyam

    bo

    ezom

    ileyo

    , zas

    h-w

    atya

    nisw

    a ku

    nye

    nam

    agqa

    bi e

    sity

    alo

    ihem

    p.

    Imhl

    ophe

    oka

    nye

    imth

    ubi k

    anci

    nci y

    aye

    ikw

    afan

    a no

    mgu

    bo

    weq

    abaz

    a, o

    nam

    agaq

    a af

    ana

    nelit

    ye.

    Iyiy

    pilis

    i, in

    gam

    anzi

    ok

    anye

    iqat

    ywa

    es-

    ikhu

    mbe

    ni.

    Iziip

    ilisi

    kun

    ye n

    am-

    aqhe

    keza

    na.

    Ind

    lela

    e

    zis

    ety

    en

    zi-

    swa/

    is-

    ety

    en

    zis

    wa

    gw

    en

    xa

    ng

    ayo

    Iyas

    ezel

    wa,

    ifun

    xwa

    ngem

    pum

    lo o

    kany

    e ity

    iwe

    ngo

    mlo

    mo.

    Iyat

    shay

    wa,

    idid

    iyel

    we

    etin

    i oka

    nye

    ixut

    ywe

    noku

    tya.

    Iyag

    inyw

    a, if

    akw

    e ng

    enal

    iti, i

    seze

    lwe

    okan

    ye it

    shay

    we.

    Iyag

    inyw

    a, if

    akw

    e ng

    enal

    iti o

    kany

    e iq

    aty-

    we

    kulu

    su.

    Iyag

    inyw

    a.

    Izin

    to o

    lu-

    ziv

    ileyo

    u

    luts

    ha

    Uku

    qhun

    ywa

    okun

    ge-

    phi k

    wem

    izuz

    u en

    -ga

    ma-

    20.

    Kulu

    la u

    kuyi

    fum

    ana

    kuno

    tyw

    ala.

    Inga

    kugc

    ina

    use-

    man

    dlen

    i iin

    tsuk

    u.Iy

    akuk

    uqin

    isa

    ubee

    -m

    anqw

    anqw

    eni.

    Uku

    qhun

    ywa

    okus

    i-m

    ahla

    ,oku

    suka

    ngq

    o kw

    ikha

    bhat

    hi y

    a-m

    ayez

    a.

    Ino

    bu

    ng

    ozi

    ng

    ob

    aU

    kuyi

    fum

    ana

    kakh

    ulu

    kung

    akho

    kele

    la e

    kon-

    zaka

    lisw

    eni k

    wez

    iphu

    n-ga

    , isi

    bind

    i nez

    ints

    o.

    Inga

    khok

    elel

    a ek

    ufen

    i.

    Inga

    dala

    iing

    xaki

    ngo

    k-w

    eenk

    umbu

    lo n

    ezok

    u-fu

    nda,

    imib

    ono,

    uku

    -la

    hlek

    a no

    kung

    azaz

    i no

    kwen

    za iz

    into

    ezi

    n-ga

    fani

    naw

    e.

    Uku

    sety

    enzi

    swa

    ixe-

    sha

    elid

    e ok

    anye

    ka-

    khul

    u ku

    ngak

    hoke

    lela

    kw

    indl

    ela

    yoku

    ziph

    atha

    yo

    kung

    abha

    dli (

    efan

    a no

    kuso

    loko

    uso

    yika

    , uk

    uba

    nem

    ibon

    o, u

    ku-

    ba n

    obun

    dlob

    onge

    la,

    ukun

    gabi

    nab

    utho

    ngo

    kwan

    estr

    okhu

    ).

    Am

    akhw

    enkw

    e an

    ga-

    khul

    a am

    abel

    e, a

    man

    -to

    mba

    zana

    ang

    akhu

    la

    uboy

    a eb

    usw

    eni k

    unye

    ne

    lizw

    i elin

    gqok

    o-la

    yo. I

    ngak

    hoke

    lela

    ek

    uhla

    selw

    eni y

    intli

    ziyo

    na

    kwis

    trok

    hu.

    Uku

    zini

    ka u

    mlin

    gab-

    nise

    lo o

    mny

    e om

    khul

    u ku

    ngak

    hoke

    lela

    kw

    i-in

    gxak

    i zok

    uphe

    fum

    la

    ezin

    gakh

    okel

    ela

    ekuf

    e-ni

    .

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 9

    Isik

    ho

    ke

    lo e

    siK

    haw

    ule

    zil

    eyo

    ku

    Bazali

    ng

    eZ

    iyo

    bis

    i zase

    Zit

    ala

    twe

    ni

    Ulu

    hlu

    lwez

    ona

    ziyo

    bisi

    zip

    ham

    bili

    nezi

    qhel

    ekile

    yo e

    kuth

    i kuq

    alw

    e ng

    azo,

    zis

    etye

    nzis

    we,

    zis

    etye

    nzis

    wa

    gwen

    xa n

    gaba

    ntu

    abat

    sha.

    Ezis

    eze

    lwayo

    Ints

    an

    gu

    Me

    tham

    ph

    et-

    am

    ine

    Ezid

    lam

    kis

    a

    um

    zim

    ba u

    seb

    en

    -ze

    Izid

    aku

    mb

    isi-

    nt-

    lun

    gu

    ezin

    ike

    -ze

    lwa n

    gu

    gq

    irh

    a

    ku

    ph

    ela

    Iim

    paw

    u

    zoku

    zis

    e-

    be

    nzis

    a

    gw

    en

    xa

    Inte

    tho

    epha

    zam

    isek

    i-le

    yo, u

    kung

    aham

    bela

    ni

    kwam

    alun

    gu o

    mzi

    mba

    , is

    iyez

    i, uk

    ugab

    ha k

    unye

    ne

    ebha

    bhal

    aza.

    Uku

    ngaz

    inzi

    eng

    q-on

    dwen

    i, iin

    tshu

    kum

    o zo

    mzi

    mba

    , izk

    hokh

    o ne

    zilo

    nda

    eziv

    ulek

    ileyo

    , uk

    unga

    bi n

    amdl

    a w

    o-ku

    tya

    kwan

    okun

    gabi

    na

    kula

    la.

    Ubu

    kho

    beeb

    hotil

    e za

    may

    eza

    ngap

    han-

    dle

    koku

    gula

    . Iin

    dlel

    a na

    max

    esha

    oku

    tya

    naw

    okul

    ala

    apha

    z-am

    isek

    ileyo

    .

    Ulw

    azi

    olu

    balu

    le-

    kil

    eyo

    Uku

    lahl

    eka

    kwem

    pah-

    la y

    endl

    u,in

    kang

    elek

    o yo

    kung

    akw

    azi k

    uc-

    inga

    nak

    uphe

    ndul

    a uk

    uqik

    ileka

    nok

    uba

    nesi

    yezi

    .

    Ints

    angu

    iyak

    wa-

    zi u

    kuku

    khok

    elel

    a ek

    uben

    i uzi

    nike

    le k

    uyo,

    ko

    dwa

    ke u

    ninz

    i lw

    a-ba

    ntu

    alun

    alo

    olu

    lwaz

    i.

    iMet

    h le

    ibek

    a um

    ntu

    esic

    heng

    eni s

    okuy

    -is

    eben

    zisa

    gw

    enxa

    kw

    anok

    uzin

    ikel

    a ku

    yo,

    babe

    ke

    ngol

    o hl

    o-bo

    aba

    ntw

    ana

    baba

    se

    mng

    ciph

    ekw

    eni,

    ukw

    enyu

    sa a

    mat

    huba

    ol

    wap

    hulo

    -mth

    etho

    kw

    akun

    ye n

    okon

    aka-

    lisw

    a kw

    enda

    lo e

    sing

    q-on

    gile

    yo.

    Aba

    ntu

    abat

    sha

    abas

    eben

    zisa

    gw

    enxa

    iz

    iyob

    isi z

    okud

    lam

    ka

    nam

    andl

    a em

    zim

    beni

    ng

    apha

    mbi

    kok

    uba

    bakh

    ule

    kanc

    inci

    baz

    i-be

    ka e

    mng

    ciph

    ekw

    eni

    wok

    unga

    ze b

    akhu

    le

    de b

    afike

    lele

    kub

    omi

    obud

    e ba

    bo.

    Uku

    sebe

    nzis

    a gw

    enxa

    iz

    iphe

    lisi-n

    tlung

    u ez

    ikhu

    tshw

    a ng

    ugqi

    rha

    kuph

    ela

    kuno

    bung

    ozi

    nobu

    noku

    khok

    elel

    a ek

    uben

    i uz

    ilahl

    ele

    nqw

    a no

    kuse

    benz

    isa

    iher

    oin.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi10

    “Uku

    tsh

    aya icu

    -

    ba le

    mid

    iza k

    on

    -

    akalisa

    on

    ke

    am

    alu

    ng

    u e

    mzi-

    be

    ni ze

    ku

    dale

    isif

    o s

    en

    tliz

    iyo

    ku

    nye

    ne

    ztr

    okh

    u,

    nd

    aw

    on

    ye

    no

    n-

    inzi lw

    ee

    ntl

    ob

    o

    ze

    sifo

    so

    mh

    laza.”

    Isik

    ho

    ke

    lo e

    siK

    haw

    ule

    zil

    eyo

    ku

    Bazali

    ng

    eZ

    iyo

    bis

    i zase

    Zit

    ala

    twe

    ni

    Ulu

    hlu

    lwez

    ona

    ziyo

    bisi

    zip

    ham

    bili

    nezi

    qhel

    ekile

    yo e

    kuth

    i kuq

    alw

    e ng

    azo,

    zis

    etye

    nzis

    we,

    zis

    etye

    nzis

    wa

    gwen

    xa n

    gaba

    ntu

    abat

    sha.

    Izip

    ho

    lisi

    -ntl

    un

    gu

    ne

    zip

    he

    li-

    si-n

    kx

    wa

    leko

    e

    zin

    ike

    ze

    lwa

    ng

    ug

    qir

    ha

    Izid

    lam

    kis

    i e

    zin

    ike

    ze

    lwa

    ng

    ug

    qir

    ha

    Icu

    ba

    Am

    ag

    am

    a a

    sezi

    tala

    t-w

    en

    iiB

    enzo

    dian

    zepi

    ne.

    iRita

    lin.

    Isto

    khw

    e so

    mhl

    aza,

    In

    kaw

    za, I

    mid

    iza,

    ii-en

    tyi,

    umts

    hayo

    .

    Ikh

    an

    ge

    leka

    Iipili

    si n

    eekh

    epsu

    li ez

    inem

    iba-

    la-b

    ala,

    ezi

    nye

    ke z

    ibum

    anzi

    rha.

    Iipili

    si n

    ekhe

    psul

    i.Im

    daka

    , ing

    amag

    qabi

    ac

    huty

    iwey

    o

    Ind

    lela

    ese

    tye

    nzis

    -w

    a/e

    sety

    en

    zis

    wa

    gw

    en

    xa n

    gayo

    Iyag

    inyw

    a ok

    anye

    ifak

    we

    ngen

    al-

    iti.

    Iyag

    inyw

    a, if

    akw

    e ng

    enal

    iti o

    kany

    e is

    ezel

    -w

    e.

    Iyat

    shay

    wa

    okan

    ye

    ihla

    funw

    e.

    Izin

    to o

    luziv

    ileyo

    u

    luts

    ha

    Uku

    khut

    shw

    a ka

    mna

    ndi k

    win

    kx-

    wal

    eko

    Ikug

    cina

    uzi

    nzile

    futh

    i um

    amel

    e ku

    hle.

    Ince

    da u

    mlo

    mo

    yaye

    ye

    hlis

    a ne

    zing

    a la

    kho

    loku

    tya.

    Ino

    bu

    ng

    ozi

    ng

    ob

    aIc

    othi

    sa in

    tseb

    enzo

    yen

    gqon

    do

    ze x

    a lo

    wo

    uyis

    eben

    zisa

    yo e

    yeke

    uk

    uyis

    eben

    zisa

    , kun

    gakh

    o um

    ng-

    ciph

    eko

    wok

    ubuy

    ela

    kwan

    ethu

    ba

    elin

    okuk

    hoke

    lela

    eku

    wen

    i isi

    qa-

    qa n

    akw

    ezin

    ye iz

    iphu

    mo

    ezin

    -ga

    nobu

    zaza

    .

    Uku

    thab

    atha

    imili

    ngan

    -is

    elo

    emik

    hulu

    kun

    ga-

    khok

    elel

    a ku

    bush

    ushu

    bo

    mzi

    mba

    oba

    ndile

    yo

    kwak

    unye

    nok

    ubet

    ha

    kwet

    liziy

    o ok

    unge

    kuhl

    e.

    Kukw

    akho

    nam

    athu

    ba

    okuh

    lase

    lwa

    yint

    liziy

    o kw

    akun

    ye n

    okun

    konk

    a ka

    khul

    u.

    Uku

    tsha

    ya ic

    uba

    lem

    -id

    iza

    kona

    kalis

    a on

    ke

    amal

    ungu

    em

    zim

    beni

    ze

    kud

    ale

    isifo

    sen

    tlizi

    yo

    nezt

    rokh

    u nd

    awon

    ye

    noni

    nzi l

    wee

    ntlo

    bo z

    esi-

    fo s

    omhl

    aza.

    Imp

    aw

    u z

    ok

    uzis

    e-

    be

    nzis

    a g

    we

    nxa

    Inte

    tho

    epha

    zam

    isek

    ileyo

    , uku

    -ph

    efum

    lela

    phe

    zulu

    , uku

    ngak

    waz

    i ku

    shuk

    uma

    okan

    ye u

    kuco

    tha

    ekus

    huku

    men

    i, uk

    upha

    zam

    isek

    a no

    kung

    abik

    ho k

    okuh

    ambe

    lana

    kw

    amal

    ungu

    om

    zim

    ba.

    Uku

    ngab

    i nam

    dla

    wa-

    kuty

    a, u

    kuso

    loko

    uth

    e qw

    a, u

    kuso

    loko

    usi

    va

    izin

    to z

    akho

    wed

    wa

    kwan

    aman

    dla

    anga

    phay

    a ko

    kuqo

    nda.

    Ulw

    azi

    olu

    ba

    lule

    ki-

    leyo

    Uku

    sebe

    nzis

    a iz

    idod

    obal

    isi-n

    tlun-

    gu e

    ziya

    lelw

    e ng

    ugqi

    rha

    noty

    wa-

    la k

    unga

    yiba

    ngel

    a in

    tlizi

    yo ib

    ethe

    ka

    ncin

    ci k

    way

    e ok

    u ku

    ngad

    e ku

    khok

    elel

    e ek

    ufen

    i

    Ulu

    tsha

    olu

    ninz

    i luw

    ase-

    benz

    isa

    gwen

    xa a

    may

    eza

    okul

    unce

    da e

    kufu

    ndel

    eni

    iimvi

    wo

    ayal

    elw

    e ng

    ug-

    qirh

    a ok

    anye

    ang

    abin

    am-

    dla

    wok

    utya

    Uku

    tsha

    ya ic

    uba

    elid

    a-la

    kun

    egal

    elo

    ekuf

    eni

    okun

    xulu

    men

    e ne

    sifo

    se

    ntliz

    iyo

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 11

    Iimpawu ezilumkisa ngokuba isihlobo okanye ilungu losapho lingabe lizinikele ekusebenziseni gwenxa iziyobisi okanye utywala obunobuzazaAbantu abasebenzisa iziyobisi notywala obunobungozi baye bazame ukuzifihla iimpawu zoko ze bayibethe ngoyaba ingxaki abanayo. Ukuba unenkxalabo yokuba isihlobo okanye ilungu losapho lisenokuba lisebenzisa gwenxa iziyobisi, khangela ezi mpawu zilandelayo:

    Iimpawuksayo eziLumkisayo eMzimbeni

    Amehlo abomvu ngokunga udinikwe okanye amaqabaza amnyama emehl-weni amakhulu okanye amancinci ku-nesiqhelo.

    Iinguqu kumdla wokutya okanye kwi-indlela namaxesha okulala.

    Ukusuka ehle okanye etyebe emzim-beni.

    Ukungabi mhle kwakhe emzimbe-ni kwakunye nokutshintsha kwezinto abeqhele ukuzenza.

    Ukunuka komphefumlo, umzim-ba okanye impahla ngendlela en-gaqhelekayo.

    Ukungcangcazela, intetho ephazam-isekileyo, okanye ukuyeka kokuseben-zisana kwamalungu omzimba.

    Ukwehla kwezinga lokuzimasa nelom-sebenzi empangelweni okanye esikol-weni.

    Isidingo semali esingacaciswayo okanye iingxaki zemali.

    Angaboleka okanye ebe ukuze ayifu-mane.

    Ukuba neendlela zokuziphatha eziy-imfihlelo nezikrokrisayo.

    Ukusuka atshintshe iitshomi, iindawo athanda ukuba kuzo kunye nezinto azithandayo.

    Ukusoloko esiba sezinkathazweni (imilo, iingozi, iintshukumo ezingekho mthethweni).

    Iimpawu ekuZiphatheni

    Izilimkiso neempawu ngokwasengqondweni

    Inguqu ezingachazwayo ngokobuntu bakhe okanye indlela azibona ngayo izinto.

    Ukutshintsha kwesimo ngokukhawuleza, ukusoloko edikwa okanye ukusuka nje agqabuke abe nemisindo.

    Amaxesha okudlamka ngendlela en-gaqhelekanga, ukubonakala ekhath-azekile okanye ukungazinzi komzim-ba.

    Ukungakhuthazeki; ukubonakala en-genamdla okanye “ekude ngeengcin-ga”.

    Ubonakala esoyika, exhalabile okanye ezoyikisela ngaphandle kwesizathu.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi12

    Xa urhanela ukuba osenyongweni angabe unengxaki yeziyobisi

    Ukuba ukrokrela ukuba isihlobo okanye ilungu losapho lingaba linengxaki yeziyobi-si, musa ukungayihoyi ngethemba lokuba iyakuziphelela, ngoba ayisoze. Yenza nto ngaloo nto. Nazi izinto ezimbalwa onokuzenza:

    • Thetha nomntu lowo ngeenkxalabo zakho, ze unikezele ngoncendo nenkxaso yakho. Ukunyang-wa kwangethuba kwemeko yokuzinikela kwiziyobisi kwenza izinto ngcono. Musa ukulinda uku-ba lowo usenyongweni de aphelelwe ngamandla.

    • Zilungiselele iindlela zokuzimela kunye nokukhanyela ze ube nemizekelo ephilayo yendlela yokuziphatha ekuxhalabisayo.

    • Musa ukuzifaka kakhulu kwingxaki yokuzinikela eziyobisi komnye umntu de ulibale okanye ungahoyi ezakho izimfuno. Qinisekisa ukuba bakho abantu onokuncokola nabo yaye wayabe kwinkxaso yabo, ze uzigcine ukhuselekile. Musa ukuzifaka kwiimeko ezinganobungozi. Zimanye neqela lenkxaso.

    • Musa ukuza nezizathu ezifileyo okanye uzame ukuyifihla le ngxaki. Kuyindalo ukufuna ukunceda umntu osenyongweni nosengxakini, kodwa ukubakhusela kwiziphumo ezimbi zezinto abathe

    Iimpawu zokulumkisa ngokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi lulutsha

    Umngeni kubazali kukwahlula phakathi kwamahla-ndenyuka, ekuye kufuman-iseke ukuba mabi ngamanye amaxesha, kubantu abatsha ndawonye namaxe-sha onxunguphalo okusetyenziswa gwenxa kweziyobisi. Iimpawu ezilumki-sayo zokusetyenziswa kweziyobisi kubantu abasebancinci zisoloko ziquka:

    Ukusuka nje babe neemfihlelo ngeetshomi, izinto abanazo kunye neentshukumo zabo.

    Umdla omtsha empahleni, kumculo, kunye nezinye izinto eziphakamisa ukusetyenziswa kweziyobisi.

    Ukufuna ukuba yedwa ngenkani, ukutshixa iminyango, ukubalekisa amehlo, ukuzimela.

    Ukuphosa iiklasi, ukwehla kwezinga lokusebenza, ukusoloko engena ez-inkathazweni esikolweni.

    Ukulahleka kwemali, impahla okanye amayeza anikezelwe ngugqirha.

    Ukwenza izinto eyedwa , ukusoloko ethanda ukuba yedwa nokunxun-guphala ngokwasemoyeni.

    Ukusebenzisa izinukisi-mnan-di, iziqholo okanye atsitsize izin-to ezizakwenza kunuke kamnandi ngenjongo yokufihla ivumba lecuba okanye leziyobisi.

    Ukusebenzisa amathontsi ame-hlo ngenjongo yokufihla amehlo akhangeleka diniweyo.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 13

    Ukuphakamela intshukumo – Ungenzani?

    Xa abazali okanye isihlobo sizama ukulwisana nemingeni yokuncedana nomntu os-enyongweni ozilahlele kwiziyobisi okanye utywala obunobungozi, baye bazive ben-genamandla.

    Ngaphambi kokuba abe nokumnceda omnye, umntu kufuneka azifundise ngengxaki leyo.

    Uqala ngaphi umntu ukulwisana nale ngxaki?

    Ukusetyenziswa kweziyobisi okanye utywala obunobungozi kungayinguqu eb-onakala elubala. Iye ingapheleli ekudingeni umntu lowo sukuba esebenzisa eso siyobisi ukuba ukuze ayisombulule. Ingadinga iintshukumo ezisezingqondweni zosapho ngokubanzi ukuze kube nokulwilswana nale ngxaki ngempumelelo.

    Eyona ndawo iyiyo yokuqala kuba sekuqaleni. Nanga ke amacebiso ambalwa kumba wokuba ungayiqala ndawoni inkqubo yokusombulula le ngxaki:.

    1

    2

    3

    4

    Zifundise wena nabanye ngeziphumo ezimbi nezintle zokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi, umngcipheko wokuzisebenzisa nokuba zeziphi na izibonelelo ezikhoyo. Fumana iincwadana kwiklinikhi ekufutshane nawe, ugqirha wakho, imibutho engajonge ngeniso okanye i-intanethi

    Khetha usazi ngokusebenzisa kwakho iziyobisi eziguqula isimo sakho (ezifana nokuphumla uzonwabele ngaphandle kokusebenzisa utywala, icuba okanye ezinye iziyobisi ezitshintsha isimo), ze usom-bulule naziphi na iingxaki onokuba nazo.

    Ncokola ngokusetyenziswa kotywala nezinye iziyobisi esidlangalale-ni nabantu abohlukeneyo (ungabe usenza izizathu, ugxeka okanye uhlaza abanye. Vumela abantu bazikhuphe izimvo zabo, wabelane ngeengcinga zakho kwanezizathu zokuba kutheni ucinga njalo nje.)

    Ziqwalasele iimpawu ezibonakalisa ukusetyenziswa gwenxa kweziyobisi ezitshintsha isimo kubantu ophila nabo.

    bazenza kungabavimba uncedo abaludingayo.

    • Ungamxhasa umntu onengxaki yeziyobisi okanye yotywala ze ukhuthaze ukuba kufumaneke unyango, kodwa ke awunakho ukumnyanzela umntu ozilahleleyo ukuba aguquke.

    • Awunakho ukulawula izigqibo zabantu abasenyongweni. Myeke umntu athabathele kuye ux-anduva lwezigqibo zakhe, ekulelinye lamanyathelo abalulekileyo kwindlela eya ekufumaneni uncedo nokuphuma kumakhamandela okuzilahlela kwiziyobisi.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi14

    89

    Ubuxoki neeNyaniso ngokusetyenziswa gwenxa kotywala/kweziyobisi ezonzakalisayo

    Inyathelo lesibini kukwazi, ze uzikhwebule kubuvuvu kunye nokuzama ukuziphepha izizathu ezifileyo anokuza nazo lowo usebenzisa okanye usebenzisa gwenxa iziyobi-si njengencanciso okanye isithembiso sentshukumo.

    INKOLELO ENGEYONYANISO 1:U k u l w i s a n a n o k u s e t ye n z i s w a gwenxa okanye umkhwa wokuzinikela kwiziyobisi yinto edinga nje ukuba wena ufune. “Ungayeka ukusebenzisa iziyo-bisi ukuba uyafuna.”YINYANISO:Ukusetyenziswa kweziyobisi notywala ixesha elide kuyayitshintsha ingqondo. Ezi nguqu kwingondo ke zenza kube nzima ukusuka umntu lowo uzisebenzi-sayo ayeke kuba efuna.

    INKOLELO ENGEYONYANISO 2:Ukuzilahlela sisifo, futhi akukho nto ungayenza ngaloo nto.YINYANISO:Ukuzilahlela sisifo, kodwa ke oko akuthethi ukuba alukho uncedo kwixhoba. Ukuzilahlela kunganyangwa futhi umntu afumane uncedo ngonyango, amachi-za ndawonye nezinye izinto zonyango.

    7

    Zibekele imilinganiselo ecacileyo ngendlela omnye umntu asebenzisa ngayo iziyobisi ekuchaphazela ngayo ze wenze izigqibo ngeziphumo on-gathanda nongakwazi ukumelana nazo, xa zinokungatshintshi izimilo zabo.

    Nyaniseka, ucace ze umkhathale umntu lowo usebenzisa iziyobisi, umxelele indlela ekuchaphazela ngayo into ayenzayo nokuba yintoni ongazimiselanga kuyamkela.

    Nikezela inkxaso eyakhayo kulowo usebenzisa iziyobisi ngokuthi unikezele iinkcukacha ngoncedo olungafikeleleka ndawonye nonyango anokulufuma-na, ukuba uthi agqibe ekubeni uyalufuna uncedo.

    Hlala kuloo milinganiselo uzibekele yona kunye neziphumo zayo. (Zimisele ukungakhathaleli kuthenjwa mntu okwexeshana. Zinqande ekuzibekeni itya-la ngezigqibo zabo ezingephi. Oku akukwenzi mntu mbi.)

    Zihlole. Zama ukwazi ngeendlela ongabe wenza ngazo ukuba ezi ngxaki zingapheli.

    Zifumanele uncedo – mhlawumbi uyakufumana abakwiimeko ezifana neyakho. Zimanye neqela lenkxaso.

    6

    Ezi nkcukacha zikhutshwe © kwiZiko laseKapa Loncedo Neengcebiso Ngeziyobisi, ngo-2007.

    5

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 15

    INKOLELO ENGEYONYANISO 3:Abantu abasebenzisa iziyobisi ngendlela ebaxhaphazayo kufuneka baphele bathi pam ngaphambi kokuba babe ngcono.YINYANISO:Unyango nokubuyela kwisimo sesiqhelo zingaqaliswa nanini na kwinkqubo yokuzilahlela kwiziyobisi. Kulula ke kodwa ukuqalisa kuselithuba. Kuba nzima kakhulu ukulinda de kudlule ixesha elide. Musa ukulinda, shukuma ngoko nan-goko.

    INKOLELO ENGEYONYANISO 4:Awunakumnyanzela umntu ukuba afune unyango. Kufuneka azifunele ngok-wakhe.YINYANISO:Akudingeki ukuba unyango lude lube luze ngokwalo mntu usebenzisa iziyobisi ukuze lube yimpumelelo. Umntu onyanzelweyo ukuba afumane unyango un-okuzuza njengabo bazifuneleyo. Iingcebiso ngokuba ungamfaka njani umntu kunyango, nokuba sele umnyanzela, ivezwa ngezantsi apha.

    INKOLELO ENGEYONYANISO 5:Alukhange lusebenze unyango ngaphambili, ngoko ke akukho sidingo saku-luphinda. Ezinye iimeko zimbi kakhulu.YINYANISO:Ukuphuma kumkhwa wokuzinikela kwiziyobisi yinkqubo ende. Iye ibe namag-ingxigingxi. Ukubuyeka komntu kulo mkhwa akuthethi ukuba unyango aluban-ga yimpumelelo okanye lwaphuma ecaleni. Musa ukuphelelwa ngamandla.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi16

    Xa umntu engalufuni uncedo lwakho

    Amaxesha amaninzi, umzali, ilungu losapho okanye isihlobo siye sizame ukuncen-dana nomntu osenyongweni ongene kumkhwa wokusebenzisa iziyobisi okanye uty-wala obumxhaphazayo yaye unomkhwa wokuba nobundlobongela, kungabonakali nto ingako kwezo nzame.

    Yintoni onokuyenza ukuba umntu lowo uye angahoyi nalinye inyathelo lakho lokumnceda afumane uncedo?

    Ukuba umntu lowo uye abonakale ephazamiseke ngokwasengqondweni okanye engazinzanga engqondweni (umzekelo: uva amazwi, usoloko ezoyikisela, uk-holelwa ekubeni izinto ezingeyonyaniso ziyinyaniso, njalo-njalo) yaye uyingozi kwakuye okanye kwabanye ngenxa yale meko, kufuneka kufakwe ingxelo ethi akaphilanga phantsi kwemigaqo yomthetho iMental Health Care Act.

    Ukuba kuthi kucace ukuba iziyobisi zisisizathu sendlela aziphethe ngayo yaye zithatha indawo (umzekelo: uye abe nobundlobongela yaye abe ndlongondlon-go xa eqhunyiwe, enyanzelisa ukunikwa imali yokuthenga ezo ziyobisi, njalo-nja-lo), anganyanzelwa ukuba aye kufumana unyango lokulwisana neziyobisi phantsi kwemigaqo yomthetho iSubstance Dependence Act.

    Kufuneka bagcinwe apho ke.

    Kufuneka uye kwi-Ofisi kaMantyi ekufutshane nawe uye kwenza ingxelo efungel-weyo ngalo mba. Ze ke use loo ngxelo ifungelweyo kwi-ofisi yesebe lophuhliso loluntu ekufutshane nawe ukuze bathabathe amanyathelo.

    Le ke yinkqubo ende edlula enkundleni yaye ingathabatha neenyanga kodwa ke ingcono kunokuba uyiyeke imeko iye isiba mbi ukho.

    Intshukumo efunekayo:

    Kule imeko, umntu kufuneka asiwe kwisibhedlele esikufutshana naye ze bacelwe ukuba bamncede.

    Ukuba uthi ale ukuya kweso sibhedlele, ungabiza amapolisa ukuze amse ngokwawo apho.

    Ukuba amapolisa lawo abonisa ukungabi namdla ekuncediseni (yinto ekhe yenzeke leyo), yaye ungafikelela kwiphwetshana iMHCA 04 Form kwisib-hedlele esikufutshane nawe, ze uyise kwi-Ofisi Yamatyala yeSAPS.

    Kule meko ke amapolisa anyanzelekile ukuba amthathe amse esibhedlele es-ikufutshane naye ukuze ahlolwe.

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 17

    Ukuba uthi enze ulwaphulo-mthetho (nokuba oko kungenxa yokuba ebephantsi kweempembelelo zeziyobisi okanye akunjalo), uzakubekwa ityala loko.

    Ukuba uthi enze ulwaphulo-mthetho ngenxa yokungazinzi engqondweni, kuk-ho inkqubo apho abantu abanjalo baye basiwe kuvavanyo lwengqondo kwisib-hedlele iValkenberg ze banikwe unyango lwempilo yengqondo olusisinyanzelo.

    Ukuba kungenxa yokuzinikela kwabo kwiziyobisi, ijaji ingabagweba ngokwemi-gaqo yeSuntswana 296 lomthetho iCriminal Procedure Act ka-1977, ukuze anikwe unyango loukulwisana nomkhwa wokusebenzisa iziyobisi olusisinyanzelo, ukuba igosa loluleko liye libone kuyimfuneko oko.

    Ukuba akukho nenye kwezi zizathu zimbini ezibikwayo yaye uye aphule umthetho, kuzakufuneka uqwalasele umba wokuba uyafuna ukuba basoloko besinda na, okanye bafunde ngokuzivela nokungcamla iziphumo zezenzo zabo.

    Ngelishwa ke, umntu lowo angazibhaqa enerekhodi lokwaphula umthetho yaye an-gagwetyelwa ukuqamela ngenqindi, okungakubi ke.

    Ukuba umsebenzi-gwenxa wesiyobisi unamaxesha okuba nobundlobonge-la ekhayeni (ubundlobongela basekhayeni); umntu angawufumana Umyelelo Omthintelayo kwisikhululo samapaolisa futhi ke kunyanzelekile ukuba amapolisa enze intshukumo ngoku, amkhuphe okanye amsuse.

    Umntu ke usenokufaka isicelo soMyalelo woKhuseleko kulowo umxhaphazayo ngenjongo yokunqaba ukubukulwa nokuphathwa gadalala.

    Ingcebiso yile: sebenzela ukusombulula ingxaki leyo ze ukhusele wena nosapho lwakho.

    Iyakumnceda kakhulu nalowo uyisebenzisa gwenxa, ekuhambeni kwexesha.

    Ivela kuGqirha Weich MRC 2009

    ... angaphela enerekhodi lolwaphulo-mthetho yaye angazibhaqa egwetyelwa ukuhlala

    entolongweni, ....

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi18

    Apho lukhoyo uncedoISebe loPhuhliso loLuntu:0800 220 250

    INkonzo yesiPolisa yoMzantsi Afrika:0860 10 111

    ISixeko saseKapa:0800 435 748

    Inombolo yoNcedo yaseStikland:021 940 4500(eyokukhutshwa kotywala emzimbeni) kunye no-021 940 4496 (eyeyamachiza okun-ciphiza iintlungu)

    Uqhakamshelane neyona Ofisi yeSebe loPhuhliso loLuntu ikufutshane nawe:

    OKANYE

    kwiMetro ekuMantla: 021 483 7673

    kwiMetro ekuMazantsi: 021 763 6200

    kwiMetro ekwiMpuma: 021 360 4200

    Kunxweme olukwiNtshona: 022 713 2272

    kwi-Eden-Karoo: 081 588 9118

    kwiWinelands-Overberg: 023 348 5300

    isikhundla somnxeba wesinqe seSebe Sophuhliso Loluntu:https://www.westerncape.gov.za/substance-abuse/

    OKANYE

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi 19

  • lcwadana eYenzelwe abaZali engokuSetyenziswa Gwenxa kweZiyobisi20

    Inguqulelo yeSingesi neyeSibhulu yolu papasho iyafumaneka xa icelwa

    EyeDwarha 2017

    URhulumente weNtshona KoloniiSebe loPhuhliso loLuntu

    Private Bag X9112eKapa8000kuMzantsi Afrika

    Inombolo engahlalwulelwayo: 0800 220 250

    www.westerncape.gov.za