2
76 OKTOBHA 2018 - ACKERMANS IDITYANISWE YI-MARTINA POLLEY AND SHAMILAH PETERSEN IMAGES GALLO IMAGES/GETTY IMAGES, FREEPIK IMITHOMBO MNN.COM, KIDS.BRITANNICA.COM, HEALTHYSLEEP.MED.HARVARD.EDU, SLEEPFORKIDS.ORG, MYENGLISHTEACHER.EU, MENTALFLOSS.COM IZILWAN- YANA Ukulala kubalulekile njengokuba kusinceda sikhule kwaye sihlale sinempilo. Izilwanyana nazo kufuneka zilale. Jonga ezi nyani zimnandi. ZILALA NJANI PHANTSI KWELANGA Iinyosi Izinja Iinkawu Uninzi lweentaka Ii-Warthogs Izilwanyana ezithi qwa emini zibizwa ngokuba zi-diurnal. Njengathi zilala ebusuku. UNINZI LWEENTLAZI AZINAZO IINKOPHE. UBUSUKU Nantsi eminye imizekelo: Izilwanyana ezithi qwa ebusuku zibizwa ngokuba zi- nocturnal. IMINI EZINYE IZILWANYANA ZILALA KUMATONELA APHANTSI KOMHLABA ABIZWA NGOKUBA YIMINGXUMA YEZILWANYANA. PHANTSI KWEEN- KWEKWEZI Ii-Aardvarks Amalulwane Impungutye Isilwanyana esifana nencanda Isikhova Iincanda EZINGAPHANTSI Imingxuma yezilwanyana ngamatonela aphantsi komhlaba apho ezinye izilwanyana ezifana nemivundla neencanda zilala khona. Kwakhona zingena kule ndawo ukuzifihla kwiziqwenga nokubaleka ubushushu bemini. Iintlanzi zilala zivule amehlo, kuba (ngaphandle kwabanye ookrebe) azinazo iinkophe! Zibuyela kufutshane emazantsi emanzini, zihambe nje kancinci ukuze ziphefumle.

nazo kufuneka zilale. Jonga ezi nyani zimnandi. sikhule ......EZINYE IZILWANYANA ZILALA KUMATONELA APHANTSI KOMHLABA ABIZWA NGOKUBA YIMINGXUMA YEZILWANYANA. PHANTSI KWEEN-KWEKWEZI

  • Upload
    others

  • View
    7

  • Download
    0

Embed Size (px)

Citation preview

Page 1: nazo kufuneka zilale. Jonga ezi nyani zimnandi. sikhule ......EZINYE IZILWANYANA ZILALA KUMATONELA APHANTSI KOMHLABA ABIZWA NGOKUBA YIMINGXUMA YEZILWANYANA. PHANTSI KWEEN-KWEKWEZI

76 OKTOBHA 2018 - ACKERMANS

IDIT

YAN

ISW

E Y

I-MA

RTIN

A P

OLL

EY A

ND

SH

AM

ILA

H P

ETER

SEN

IMAG

ES G

ALL

O IM

AGES

/GET

TY IM

AGES

, FRE

EPIK

IMIT

HO

MBO

MN

N.C

OM

, K

IDS.

BRIT

AN

NIC

A.C

OM

, HEA

LTH

YSLE

EP.M

ED.H

ARV

ARD

.ED

U, S

LEEP

FORK

IDS.

ORG

, MY

ENG

LISH

TEAC

HER

.EU

, MEN

TALF

LOSS

.CO

M

IZILWAN-YANA

Ukulala kubalulekile njengokuba kusinceda sikhule kwaye sihlale sinempilo. Izilwanyana

nazo kufuneka zilale. Jonga ezi nyani zimnandi.

ZILALA NJANI

PHANTSI KWELANGA Iinyosi Izinja Iinkawu Uninzi lweentaka Ii-Warthogs

Izilwanyana ezithi qwa emini zibizwa ngokuba zi-diurnal. Njengathi

zilala ebusuku.

UNINZI LWEENTLAZI AZINAZO IINKOPHE.

UBUSUKU

Nantsi eminye imizekelo:

Izilwanyana ezithi qwa ebusuku

zibizwa ngokuba zi- nocturnal.

IMINI &

EZINYE IZILWANYANA ZILALA KUMATONELA APHANTSI

KOMHLABA ABIZWA NGOKUBA YIMINGXUMA

YEZILWANYANA.

PHANTSI KWEEN-KWEKWEZI Ii-Aardvarks Amalulwane Impungutye Isilwanyana

esifana nencanda Isikhova Iincanda

EZINGAPHANTSI Imingxuma yezilwanyana

ngamatonela aphantsi komhlaba apho ezinye izilwanyana ezifana nemivundla neencanda zilala khona. Kwakhona zingena kule ndawo ukuzifihla kwiziqwenga nokubaleka ubushushu bemini.

Iintlanzi zilala zivule amehlo, kuba (ngaphandle kwabanye ookrebe)

azinazo iinkophe! Zibuyela kufutshane emazantsi emanzini,

zihambe nje kancinci ukuze ziphefumle.

Page 2: nazo kufuneka zilale. Jonga ezi nyani zimnandi. sikhule ......EZINYE IZILWANYANA ZILALA KUMATONELA APHANTSI KOMHLABA ABIZWA NGOKUBA YIMINGXUMA YEZILWANYANA. PHANTSI KWEEN-KWEKWEZI

Masifunde LUSAPHO

UNGASIBAMBA ISANDLA SAM? Iintini zaselwandle zithandeka kakhulu.

Zilala ngemiqolo ngambini okanye amaqela. Kwaye ukuqinisekisa ukuba

azihlukani, zibambana ngezandla.

UKUFUKAMANgexesha leenyanga ezibanda kakhulu

(ingakumbi kwisiqingatha somhlaba osemantla apho kukhithika khona), ezinye izilwanyana, ezifana neentini

zasemhlabeni nezinye izilwanyana ezifana nencanda ziyafukama. Oku kuthetha

ukuba ziye zibe kobunzulu ubuthongo, iqondo lobushushu bomzimba wazo

liyehla kwaye ukubetha kwentliziyo yazo kuyehla – ngenyani zibonakala ngathi

zifile! Xa imo yezulu iya ibashushu, zibuyela kwizenzo zazo zesiqhelo.

INTLOKO ELELEYO!Sesiphi isilwanyana esifuna ukulala

kakhulu ngemini?

AMAGALA AYOMBATHANA

UKUFUMANA UBUSHUSHU.

UNOMATSE

ISILWANYANA ESIFANA

NENCANDA

IINTINI ZASELWANDLE ZIBAMBANA

NGEZANDLA XA ZILALA UKUZE ZIHLALE

NDAWONYE ELWANDLE.

Ukuhlala endaweni enye kwesilwanyana

luguqulelo lokufukama ebusika

kodwa lwenzeka ehlotyeni. Ezinye izilwanyana ziye

zibe kwimeko yokulala (zingaze zisuke) ukubaleka

amaqondo obushushu

aphezulu kakhulu.

INYANI EHLEKISAYO

JONGAIinguza zineqhinga elithile: Zilala ilihlo elinye lijongile. Ilihlo lasekhohlo liyavaleka xa ihafu yengqondo esekunene ilele kwaye ilihlo lasekunene liyavaleka xa ihafu yengqondo esekhohlo ilele. Ilihlo elivulekileyo ligada iziqwenga kwaye ihafu yengqondo ‘ethe qwa’ ikhumbuza inguza ukuba iphumele ngaphandle xa ifuna ukuphefumla.

UBUSAZI? Iinguza zizilwanyana ezincancisayo –

azikwazi ukuphefumla phantsi kwamanzi.

Indlulamthi 1 – 2 iiyure (zimane zilala kancinci imizuzu emihlanu imini yonke)

Ihashe 3 iiyure

Indlovu 4 iiyure

Inja 10 iiyure

Ikati 12 iiyure

Ingwe 15 iiyure

Ilulwane lasemini 20 iiyure

ZIYAPAKISHANA!Ebusuku amagala elinye liba phezu kwelinye ukuze ahlale

eshushu xa elele. Awalali kwindawo evulekileyo, kodwa kwimingxuma yezilwanyana. Iinjana ezincinci, oonomatse

kunye namalulwane nazo ziyombathana ukuze zibe

shushu xa zilele.